Umhlobo Wenene FM 88-106FM
Buyintoni na ubomi ngaphandle kwethemba?Sondela uzokufumana amandl’amatsha xa umfundisi uMzwandile Ntshona ezokuthi Bek’ithemba lakho kuye🙏
#UMXHOLO2: Ucinge ntoni ngokurhoxiswa kwezityholo zobuqhetseba kuNjengele Dumisani Khumalo weCrime Intelligence nabanye ngenxa yobungqina kwiMadlanga Commission, kodwa umbutho wamaPolisa uthi akuncedi oku kuba sele ehlazekile esizweni? Wathini xa kuvela ukuba angangaphumeleli amalinge ngabamxhasayo... okuba angawufumani umgodlo wePensholo uAdv Andrea Johnson opoqileyo kwiIDAC ngenxa yeligumgedle lokudlakaza amaPolisa, mhlawumbi ngokuphenjelelwa ngoonqalintloko? Ungacebisa ukuba bafune umdliwo kuRhulumente ababanjwe ngokugwenxa? Bavumelekile nangona besebenzela uRhulumente?
#UMXHOLO1: Nangoku ufikile umvulo wokuvulwa kweminxeba apho sidakasayo sivuyelela elacham lokuziphakelwa nguwe ngobunjalo bazo ezempelaveki, ngen'emxholweni.
Thob’unxano lomphefumlo kuSeza Umphefumlo
Ithini ivesi yakho yokuqala iveki?
#SezaUmphefumlo no Lali Tokwe
1 Yohane 5: 10
Lowo ukholwayo kuye uNyana kaThixo unabo ubungqina ngaphakathi kwakhe
Undwendwe lwethu ngu Ziyanda Tshangana
#IsisekoSomtshato
Sincokola ngomxholo othi :-
Ingaba basekhona na oMama abadala abafundisa abafazazana. Bona abafazazana bayayamkela na imfundiso
Osezihlangwini zika Mbulelo Bikwani and Nombulelo Bikwani ngu Mfundisi Ntsikelel Maphosa. Ukhona ke nomhlomli, uMfundisi ...Mzwamadoda Mdolomba
Makhe sikuve ke Mphulaphuli
Kusa uphi namhlanje Mhlobo ?
#20minmix: LadySboh vs KayMuzik ngubani oze nenye namhlanje?
#MasonwabeKuMhlobo: Alifikanga ligalelekile i2k loMhlobo Asakhe Ngxonono Page! Masonwabe mphulaphuli, kodwa masiqale simarke iregista yethu
☎️:011 714 0325/0326
🗣️: 041 391 1221
Sikuphathela u #JaivaMzantsi sise Nana Bistro eKomani no Yanga Mabhokela. Siphisa nangamatikiti asimahla e #impoloyabahlobo yiza uzokonwaba nathi
#jaivamzantsi #uwfm66
#Imbadla629 noGwiba Nkonki sise Nana Bistro, ingaba sowulithengile itikiti lakho le #impoloyabahlobo
#uwfm66
UMHLOBO USE-NANA BISTRO! 📍🔥
Sikhona eNana Bistro sikuphathele #Imbadla629 noGwiba Nkonki 📻🎙️, njengenxalenye ye #ImpoloYabahlobo eKomani!
Yiza uzokonwaba nathi, ube yinxalenye njengoko sibala iintsuku eziya kwi Impolo Yabahlobo eBuffalo Park Cricket Stadium. Ukuba ...ukufuphi, sukuphoswa
#IntoIngeMpolo!
#Imbadla629
#ImpoloYabahlobo
Impolo2026
SijongeKuGompo
SiyaKuGompo
UWfm66
Nanku omnye wabahlobo ofumene itikiti lasimahla, nawe usenokuba ngolandelayo! Fika apha ePick n Pay Riverside Mall eKomani wonwabe nathi, sizokukhwelisa kule bhasi isingise e Buffalo Park Cricket Stadium kuGompo!
#IntoIngeMpolo
#ImpoloYabahlobo
#Impolo2026
#SijongeKuGompo
...#SiyaKuGompo
UWfm66
UMHLOBO EKOMANI! 📍
#ITop20yoMhlobo noMax Onke Sotshongaye iza kuwe ngqo kuPick n Pay oseRiverside Mall kuKomani.
Ukuba usesendlini, khawuleza ujikele msinyane kuba #IntoIngeMpolo!
Yizokonwaba nathi xa sikufaka kule bhasi iya eBuffalo Park Cricket Stadium.
...#ImpoloYabahlobo
#Impolo2026
#SijongeKuGompo
SiyaKuGompo
UWfm66
UNPLUGGED: Vula unomathotholo, ubukele uLive apha kuFacebook, uKelly Khumalo weMpolo Yabahlobo useqongeni. 🎵🎤
📸Bakoena Moeketsi Mohlomi
#Unplugged
#123Pholaz
#UWfm66
#KellyKhumalo

UNPLUGGED: uJustPaulos uphethe umboko, useqongeni. Vula unomathotholo kwaye ubukele kuLive wethu kuFacebook.
#Unplugged
#123Pholaz
#UWfm66
#JustPaulos