Umhlobo Wenene FM 88-106FM
Samnkele umseki nomququzeleli wetumente yezikolo iMzwandile Mali Schools Rugby tournament, siyibonile kulonyaka itshintsha iqala ileague, yade yafikelela nakwimidlalo ye Championship.
Letumente ivulele amathuba abadlali bafumane nee bursaries namathuba okufunda kwezinye izikolo.
...Namhlanje uzakube ebhengeza iqela le Mzwandile Mali XV elizakudlala ngenyanga ka December.
#Ezemidlalo Ongeziwe Mjana Noloyiso Bonga
Sihleli kunye no-Aypee Soundz kwi #DriveEnichatha
NGXE KUWE MHLOBO! 🚫‼️📣
Mhlobo woMhlobo oseKapa, sithanda ukwazisa ukuba Imvuselelo ebekulindeleke ibe seDelft kule Cawa irhoxisiwe.
Esi sigqibo sithathwe emva kweenkxalabo zokhuseleko ezivela kumapolisa aseDelft.
Sithanda ukuthi ngxe kumphulaphuli wethu okula mmandla. ...
Hlala uphulaphule isikhululo sakho ukuze uve ukuba sakube siphi, nini na.
Enkosi kuwe mhlobo ngenkxaso! 🤝
#Imvuselelo
#UWfm66
#UmhloboUyakhathala
#UnomhloboMhlobo
#UmbuzoOmkhulu: Ungumntu wokuqala kowenu ukwenza ntoni?
☎️ Emnxebeni: 086 000 2672
🗣️📱 WhatsApp: 041 391
#iDriveEnochatha
EMOYENI: uMlindo The Vocalist eqongeni ngalo mzuzu. Phakama, ucule, kwaye ujayive nathi.
#123Pholaz #UWfm66 #unplugged
123 Pholaz #UnpluggedSessions
EMOYENI: DJ Benzo ekufaka kwimpelavek’ enkulu! Nyusa ivolume!
#123Pholaz #UWfm66 #Unplugged
NguLwesihlanu, 123Pholaz! 🎙️🔥
Namhlanje kwi-123 Pholaz Unplugged!
Siza kuba no DJ Benzo kunye no Mlindo The Vocalist njengeendwendwe zethu kwi-123 Pholaz Unplugged Session!
Ngo-14:05 ukuya ku-15:00. 🔥
#123PHOLAZ #UNPLUGGEDSESSION #UmhloboWeneneFM
NGXE KUWE MHLOBO! 🚫‼️📣
Mhlobo woMhlobo oseKapa, sithanda ukwazisa ukuba Imvuselelo ebekulindeleke ibe seDelft kule Cawa irhoxisiwe.
Esi sigqibo sithathwe emva kweenkxalabo zokhuseleko ezivela kumapolisa aseDelft.
Sithanda ukuthi ngxe kumphulaphuli wethu okula mmandla. ...
Hlala uphulaphule isikhululo sakho ukuze uve ukuba sakube siphi, nini na.
Enkosi kuwe mhlobo ngenkxaso! 🤝
#Imvuselelo
#UWfm66
#UmhloboUyakhathala
#UnomhloboMhlobo
MAMELA : Sele liqalile ixesha loMgidi woMhlobo.
Phulaphula kulo mbutho wesisa oncedisa amakhaya angathathi ntweni angama-40 ukuze oluse abantwana babo ngesidima.
#Ndincedeni #iDriveEnochatha #UWfm66 #UmgidiWoMhlobo
HALALA!! 🎉🥳👏🏿
Ophumelele iR10,000 kukhuphiswano lwethu nabakwaFNB #AmalangaAwafani nguLebo!
Siyavuyisana naye!
Ukuba nawe ufuna ukufana noLebo, phulaphula #iDriveEnochatha ukuze ungenele.
#UmbuzoOmkhulu: Umphathiswa wezokhenketho eZimbabwe ufumene iwonga le2026 Unstoppable African Cabinet Minister of the Year kumsitho obubanjelwe eKenya.
Ngomphi uphathiswa apha eMzantsi Afrika ocinga ukuba lingamfanela eli wonga lokubangoyena mphathiswa ubalaseleyo/ugqwesileyo?
...☎️ Emnxebeni: 086 000 2672
🗣️📱 WhatsApp: 041 391 1221
#iDriveEnochatha
Mnu Bandile Maqetuka, SASSA Eastern Cape Regional Executive Manager #NEN
Udliwano-ndlebe no Mamu Nondwayi uSomlomo we SASSA esicacisela ukuba yinton injongo ye-ICORP #NEN
Sivula inkqubo ngomthandazo, namhlanje uNgenani Emasangweni Ngendumiso ebambisene no SASSA usasazela eBabs Madlakana Community Centre eKariega #NEN
Iimini azifani kwaye ubomi bunezinto zakhona ezingalindelekanga. Njenge mampara week, apho ibhajethi ingahambi ngokwezicwangciso
Nini nini, umntwana wakho udinga imali yohambo lwesikolo. Ezothutho zifuna imali azidlali, okanye kusuke kuthi gqi nje ingxaki obungayilindelanga edinga imali ...
Kungoko i FNB eWallet Cash Advance ingaluncedo kuwe.
Yintoni ieWallet Cash Advance? Yindlela yokuzinika umtyhi ngeemini zikaxakeka ukuqala kwi R50. Yaye ungayibuyisa ngokuyihlawula ngentsuku eziyi 7, 14 okanye kwiintsuku eziyi 30.
Ukufaka isicelo kulula.
Save-r u 087 392 5538, `ze uthumele u "Hi" ku WhatsApp, ubhalisele i eWallet, gcwalisa iinkcukacha zenkqubo yokuqinisekisa ufake isicelo.
FNB. Uncedo lutshintsha yonke into.
Kukho imiqathango . I-Cash Advance ixhomekeke kwimiqathango yokuba unako na ukuhlawula ityala.
FNB, icandelo le FirstRand Bank Limited. Iziko elisemthetheni leenkonzo zezimali nemali mboleko
#AmalangaAwafani
#eWalletCashAdvance
#UWFMDrive
#IdriveEnochatha
#UmhloboWeneneFM