Umhlobo Wenene FM 88-106FM
Masithethe Mtshana : Masithethe Mtshana- Teen Zone : Mtshana siyayazi ukuba into yabantwana abafikisayo Bathi bafune ukuqala ngezinto zokugqibela umzekelo ukubanabalingani besebancinci,ukukhulelwa ngaphambi kwexesha. Mtshana namhlanje sifuna ukugxila ekufundeni nasekumazini umntu nokucinga ...ngesigqibo osithathayo wena nje ngomntwana xa kukhona umntu obonakalisa umdla kuwe nje ngomntwana okwishumi elivisayo. Wena mtshana udinga ukuba yintoni eyenza ukuba abantwana abafikisayo babethakale xa befika kwesisigaba ? Sizakuncokola nabantwana abakwishumi elivisayo base Ndzondelelo High school.
#masithetheMtshana
#TeenZone
#SABCEducation
#30celebration
#EnrichingLives
Masithethe Mtshana:Izimvo Zabantwana- Namhlanje sifuna ukuncokola ngezinto ezibulala ukuzithemba emntwanane kwaye enye yezinto eziyigqibayo kukugxekwa kombala wesikhumba sabo ingakumbi abanesikhumba esimnyama ufike bona beqhulwa ngelixa abanye abanesikhumba esikhanyayo bexelelwa rhoqo ukuba bona ...bahle ngenxa yokuba benesikhumba esikhanyayo. Mtshana Ingaba wena Yintoni enye oyicingayo apho ekhaya ebulala ukuzithemba emntwaneni? Sizakuncokola no Vika Majeke ongumlungisi wengqondo.
#MasithetheMtshana
#Izimvozabantwana
#SABCEducation
#30birthdaycelebration
#EnrichingEnvironment
Kwezolimo kuMhlobo noZulu siyawahlonipha amanina sincokola nawo namhlanje, umam’uMnyango ufuye iigusha, umam’uMcimeli ucebisa amanye amanina.
#umhlobouyakhala
#intoingempoloyabahlobo
Kusa uphi namhlanje Mhlobo ?
0860 002 672 | 041 391 1221
#KuzeKuse
#20minmix: Lucy Lu vs Vatty the Dj ngubani oze nenye namhlanje mphulaphuli?
#MasonwabeKuMhlobo:Lifikile i2k loMhlobo lizokonwaba nawe mphulaphuli! Masi marke iregista
Sithetha nembaleki esakhulayo nebonakalisa ukuzithemba ukuba ingathathana nentshatsheli eyaziwayo uCwenga Nose.
uKungaye simbonile nakumakhasi onxibelelwano ecela umngeni ku Cwenga. Naye uCwenga ulisabele elokhwelo, amasi abekwe elangeni ngecawa bayadibana.
#Ezemidlalo Putco Mafani Noloyiso... Bonga
Sithetha nembethi manqindi uSiseko King Panda Teyisi, igama lakhe likuluhlu lwabadlali abasethubeni lokuwongwa ngecawa, kumsitho wabadlali nabezemidlalo abagqwesileyo eMzantsi Afrika.
Uchongwe kwi Youth/Junior Sport Star of the Year for the SASA 2026.
Lomsitho onesihloko esithi “Crowned... by Greatness,” uzakube useSun City Superbowl kwaye uzakube usasazwa ngqo kuSABC 1, 23 August ngecawa 19:30. #IzinjaZeGame
#Ezemidlalo Putco Mafani Noloyiso Bonga
#UmbuzoOmkhulu: Yintoni into oyibulelayo ngale veki? Khawubalise.
☎️ Emnxebeni: 086 000 2672
🗣️📱 WhatsApp: 041 391 1221
#iDriveEnochatha
UNPLUGGED: Vula unomathotholo, ubukele uLive apha kuFacebook, uKelly Khumalo weMpolo Yabahlobo useqongeni. 🎵🎤
📸Bakoena Moeketsi Mohlomi
#Unplugged
#123Pholaz
#UWfm66
#KellyKhumalo

UNPLUGGED: uJustPaulos uphethe umboko, useqongeni. Vula unomathotholo kwaye ubukele kuLive wethu kuFacebook.
#Unplugged
#123Pholaz
#UWfm66
#JustPaulos
#DriveEnochatha X #Ndincedeni
Cofa iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho. @babezeeee @tlgmadala @elethumtiki
Bhala uthi:
#Unomhlobomhlobo
#UWFMDrive
#umhlobouyakhathala
UYAYAZI I-OW ENE FLOW? I-HUNK ENE FUNK 📍
Bukela u #AmazaNtshanga kwiiNdaba zesiZulu namhlanje xa iindlela zonke zikhomba kwiMpolo Yabahlobo! Since kola ngayo ke Mhlobo
🔥🔥🔥
#SijongeKwiMpolo #SiyaKuGompo #ImpoloYabahlobo #UWfm66 Impolo2026 IntoIngeMpolo
🔴 EMOYENI:
▶️ Inkqubo: Drive Enochatha
🎙️Abasasazi: Luks Gidane Zintle Babe-Zee Mbusi @TLG
#DriveEnochatha X #UmbuzoOmkhulu
Kukho usisi othi uneminyaka emihlanu ehlala kule ndawo ahlala kuyo.
Uthi ngalo lonke eli xesha lokuhlala kwakhe kule... ndawo akathethisani nomelwane wakhe kuba umelwane ngumntu osoloko entshintshingi, yaye akasazi isizathu.
Woyikwa nangabantwana. Uthi sele kunetha, uyoyika ukuyokothula iimpahla zakhe azifake endlini.
Injani imvisiswano phakathi kwakho nabamelwane bakho?
Ungathi ngabantu abanjani?
Cofa iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho.
Bhala uthi:
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala
Ukhona na umntu ongayithandiyo iJaziel Brothers? 🎵🎧Khawuphulaphule xa uLuthando noNtobeko Ngcizela bencokola noAmaza kwakunye noLusanda Mbane kwi- #123Pholaz.
#123Pholaz #UWfm66 #Oosaziwayo
JONGA, KUNJE KWIQONGA LE-MPOLO! 🔥👇🏿
Zange kube nje kwiMpolo! Zange kube nje kwiMpolo! 💃🕺🏾
Simthini ongekabinatikiti? Khawutsho, simthini mhlobo? 🥺
Mntase, uyazibonela ukuba uMgqibelo omkhulu ukhawulezile!
Ofanele ukuba uxakeke kuko ngalo mzuzu — ingakumbi ...ukuba ukude nedolophu yaKuGompo City, kukucinga ngendawo yokulala.
Chola chola kuloo mbinana yamatikiti eBoxer, ePick n’ Pay naseWebtickets.
Iindlela zonke zijonge eBuffalo Park Cricket Stadium nge-5 kuSeptember.
Gqibezela: Kuzoba……!!! 🎫🔥
#IindlelaZiyaKwiMpolo
#ImpoloYabahlobo
#Impolo2026
#IntoIngeMpolo
#UWfm66
#UmhloboWenzaKakhulu