Umhlobo Wenene FM 88-106FM
#UMXHOLO2: Ucinge ntoni ngokubhaqwa kwabasebenzi abangekhoyo bakwaRhulumente abayi4323, kwaye besamkela kodwa abekho kumqulu wabemi balapha, ababonakali, abaveli njengabaqeshwa? Wathini xa kusithiwa kuzakusinda imali eninzi kwakuvalwa lenyoba njengoko imivuzo iyodwa ityabula malunga ne34 percent ...enxilini yesizwe? Ngoobani aba batya lemali, njani? Kutheni ivela kade? Mabathiweni?
#UMXHOLO1: KungoMvulo wokuvulwa kweminxeba, sidakase sitabhate sikhuph'into ngomlomo ngezidl'umzi. Ngen'emxholweni!
Khayelitsha yima ngeenyawo! 🔈
Usuku olukhulu lwe-7 kaNovemba sele lugalelekile!
📆
Uyamenywa kwiKhayelitsha Maskandi Festival! Yizokubona xa iqonga livuth’ umlilo 🎵🎸🎤🔥🔥
Thenga itikiti apha: https://www.webtickets.co.za/v2/event.aspx?itemid=1594191471
...
Nqanda Ziyophulana!
#KhayelitshaMaskandiFestival #UmhloboWenzaKakhulu #UnomhloboMhlobo #UWfm66
Akufun’ ukuphoswa, xa iGospel Goes Classical igaleleka eMpuma Koloni okokuqala ngqaaaa — ibambisene noMhlobo Wenene FM!
Imvuselelo iza kuna phezu kwethu xa eqongeni kutshila iimvumi ezithandwayo ezizezi: Timothy Myeni, Oncemore Six, Lusanda Beja, Takie Ndou, Ncebakazi Msomi, Lungelo ...Hlongwane, Sesethu Maneli, Sneziey, Xola Toto, uPastor V Mboniswa, ndibala ntoni!
Masidibane eChristian Centre Abbotsford kuGompo City ngoMgqibelo we31 kuOctober 2026. Amatikiti sele efumaneka eComputicket, Webticket, Shoprite Checkers, Pick n Pay nakwaBoxer. Amatikiti kaGeneral yiR350 aweVIP yiR500.
Khawuleza KWANGOKU, amatikiti engekaphangwa!
Wamkelekile ku Seza Umphefumlo no Pastor Zee Makaula-Zulu... Sinamkela ngamazwi afumaneka kwincwadi ye Eksodusi 14:13
"Wathi uMoses ebantwini, Musani ukoyika; misani, nilubone usindiso lukaYehova aya kunenzela lona namhla; kuba amaYiputa lawo niwabonileyo namhlanje, anisayi kuphinda ...niwabone naphakade."
#Unomhlobomhlobo
#MasimaziNgcono
#ThobunxanoLomphefumlo
📅 28 October 2026
⏰ 10:00 kusasa
📍 SABC M1 Music Studios, SABC Radio Park, Auckland Park
🎟️ Kungenwa MAHALA, kodwa izitulo zilinganiselwe, ngoko qinisekisa ukuba uyabhalisa!
Thumela igama, ifani kwakunye nenombolo yesazisi kwi-email: ...CAPASSO3@CAPASSO.CO.ZA ukuze uzibekele indawo.
@ukhozi_fm Luhamba Phambili!
#Zidlekhaya #UkhoziFMMusicIndaba
UKeke Mthathi yi Boss Lady yamaza omoya. Kusa uphi namhlanje Mhlobo?
0860 002 672 | 041 391 1221
#KuzeKuse
#20minmix: Vatty the Dj vs Kay Muzik Ngubani oze nenye namhlanje mphulaphuli?
Akufun’ ukuphoswa, xa iGospel Goes Classical igaleleka eMpuma Koloni okokuqala ngqaaaa — ibambisene noMhlobo Wenene FM!
Imvuselelo iza kuna phezu kwethu xa eqongeni kutshila iimvumi ezithandwayo ezizezi: Timothy Myeni, Oncemore Six, Lusanda Beja, Takie Ndou, Ncebakazi Msomi, Lungelo ...Hlongwane, Sesethu Maneli, Sneziey, Xola Toto, uPastor V Mboniswa, ndibala ntoni!
Masidibane eChristian Centre Abbotsford kuGompo City ngoMgqibelo we31 kuOctober 2026. Amatikiti sele efumaneka eComputicket, Webticket, Shoprite Checkers, Pick n Pay nakwaBoxer. Amatikiti kaGeneral yiR350 aweVIP yiR500.
Khawuleza KWANGOKU, amatikiti engekaphangwa!
Khayelitsha yima ngeenyawo! 🔈
Usuku olukhulu lwe-7 kaNovemba sele lugalelekile!
📆
Uyamenywa kwiKhayelitsha Maskandi Festival! Yizokubona xa iqonga livuth’ umlilo ngamagama amakhulu afana no @shenge_wasehlalankosi , 🎵🎸🎤🔥🔥
Thenga itikiti apha: ...https://www.webtickets.co.za/v2/event.aspx?itemid=1594191471
Nqanda Ziyophulana!
#KhayelitshaMaskandiFestival #UmhloboWenzaKakhulu #UnomhloboMhlobo #UWfm66
Ingaba ukulungele ukuxoxa ngayo yonke into enxulumene nomculo?
Thatha inxaxheba kwingxoxo ebumba ikamva loshishino lomculo kumsitho walo nyaka we-#UkhoziFMMusicIndaba. Ungaphoswa yiWorkshop ekhethekileyo yeLyricFind — eyokuqala yohlobo lwayo eAfrika — eza kuphonononga ixabiso lesigama... sengoma kunye nokuguqulelwa kwaso emculweni!
📅 28 October 2026
⏰ 10:00 kusasa
📍 SABC M1 Music Studios, SABC Radio Park, Auckland Park
🎟️ Kungenwa MAHALA, kodwa izitulo zilinganiselwe, ngoko qinisekisa ukuba uyabhalisa!
Thumela igama, ifani kwakunye nenombolo yesazisi kwi-email: CAPASSO3@CAPASSO.CO.ZA ukuze uzibekele indawo.
Ukhozi FM. Luhamba Phambili!
#Zidlekhaya #UkhoziFMMusicIndaba @ukhozi_fm
EMOYENI:
▶️ Inkqubo: Drive Enochatha
🎙️Abasasazi: @LuksGidane @Babe-ZeeMbusi
⚽️ Ezemidlalo: @TLG
☎️Tsala umnxeba: 0860002672
🗣️🔈Thumela iVN: 0413911221
Okanye uphefumle kwii-Comments apha.
Cofa iqosha u-Like, ...u-Share wabelane nabahlobo bakho.
Bhala uthi:
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala
EZINGENAYO! 🚨🔥
Ufumana amatikiti amane ngemali yamatikiti amathathu! Wawukhe wayiva phi? 🔥
Oku kokwexeshana nje ELINCINANE! Thenga amatikiti amathathu (3) ufumane elinye (1) ngaphezulu MAHALA!
🥳🙌🏿 Abahlobo abathe chatha, iMaskandi ethe chatha, ulonwabo ngamandla! ...💃🕺🏾
🎟️ FUMANA AMATIKITI APHA:
https://www.webtickets.co.za/v2/event.aspx?itemid=1594191471
Ukanti amatikiti ayafumaneka naseWebtickets, ePick n Pay nakooBoxer kuzwelonke! ❤️🔥
Thega (tag) iimpintshi zakho, ukhethe ukuba ngubani ofuna ukuhamba naye! 👇🏿
#NqandaZiyophulana #KhayelitshaMaskandiFestival #MaskandiAndFriends #KMF2026
📅 28 October 2026
⏰ 10:00 kusasa
📍 SABC M1 Music Studios, SABC Radio Park, Auckland Park
🎟️ Kungenwa MAHALA, kodwa izitulo zilinganiselwe, ngoko qinisekisa ukuba uyabhalisa!
Thumela igama, ifani kwakunye nenombolo yesazisi kwi-email: ...CAPASSO3@CAPASSO.CO.ZA ukuze uzibekele indawo.
@ukhozi_fm Luhamba Phambili!
#Zidlekhaya #UkhoziFMMusicIndaba
Ingaba ukulungele ukuxoxa ngayo yonke into enxulumene nomculo?
Thatha inxaxheba kwingxoxo ebumba ikamva loshishino lomculo kumsitho walo nyaka we-#UkhoziFMMusicIndaba. Ungaphoswa yiWorkshop ekhethekileyo yeLyricFind — eyokuqala yohlobo lwayo eAfrika — eza kuphonononga ixabiso lesigama... sengoma kunye nokuguqulelwa kwaso emculweni!
📅 28 October 2026
⏰ 10:00 kusasa
📍 SABC M1 Music Studios, SABC Radio Park, Auckland Park
🎟️ Kungenwa MAHALA, kodwa izitulo zilinganiselwe, ngoko qinisekisa ukuba uyabhalisa!
Thumela igama, ifani kwakunye nenombolo yesazisi kwi-email: CAPASSO3@CAPASSO.CO.ZA ukuze uzibekele indawo.
Ukhozi FM. Luhamba Phambili!
#Zidlekhaya
Akufun’ ukuphoswa, xa iGospel Goes Classical igaleleka eMpuma Koloni okokuqala ngqaaaa — ibambisene noMhlobo Wenene FM!
Imvuselelo iza kuna phezu kwethu xa eqongeni kutshila iimvumi ezithandwayo ezizezi: Timothy Myeni, Oncemore Six, Lusanda Beja, Takie Ndou, Ncebakazi Msomi, Lungelo ...Hlongwane, Sesethu Maneli, Sneziey, Xola Toto, uPastor V Mboniswa, ndibala ntoni!
Masidibane eChristian Centre Abbotsford kuGompo City ngoMgqibelo we31 kuOctober 2026. Amatikiti sele efumaneka eComputicket, Webticket, Shoprite Checkers, Pick n Pay nakwaBoxer. Amatikiti kaGeneral yiR350 aweVIP yiR500.
Khawuleza KWANGOKU, amatikiti engekaphangwa!
MAMELA | Kwinqaku lethu elithi #Ndincedeni sincokola nomama odinga iimpendulo malunga nemali
yembuyekezo ekukholeleka ukuba yakhutshwa liSebe lezeMpilo
ngokungabinankathalo ngethuba kubelekwa umntwana, nto leyo
eyakhokelela ukuba umntwana aphile nokukhubazeka (Cerebral
Palsy). ...Khawuphulaphule.
#UWfmDrive
#UWfm66
#Ndincedeni
#iDriveEnochatha