Umhlobo Wenene FM 88-106FM

Standard Bank Flexible Box Challenge
closes
2026-08-14
Time
23:59

Competition Details

Dlala i Flexible Box Challenge ne Standard Bank Flexible Life uphumelele esakho isabelo kwi R50 000 yayonke imihla!

Ubomi abuhambi njengasencwadini, ngoko kutheni yona ikhava yakho kufuneka ibe njalo?

Kuleveki ku Mhlobo Wenene FM, i Standard Bank sikuphathela i Flexible Box Challenge, apho ungaphumelela esakho isabelo kwi R50 000 yonke imihla.

Isebenza ngoluhlobo: ngena emoyeni thina sizakukuthi jize nge R1 000 ngokuthi nje udlale.

Utsho uqalise ngomdlalo. Apha e studio sineebhokisi ezisibhozo  ezi Flexible (ongenza nantoni na ngazo)inye inokuthile okohlukileyo /okwahlukileyo, ingayimali, ingasisiphindaphindi okanye ibe yilahleko.

Kodwa kukho i flex: Phambi kokuba uqinisekise ukuba ukhethile, ufumana ithuba lokukroba kuqala kwenye ibhokisi . kuba kaloku ukuzikhethela ngokukrelekrele kwenzeka xa usazi okukhoyo ongazikhethela kuko.

Ukungenela wena nje WhatsApp-a igama “Life” ku 066 050 6830.

Hleze sikutsalelele ukuze udlale! Ukanti imali yakho singayiphindaphinda kabini xa uthe wafuna ikowuti yasimahla, engenambophelelo ye Flexible Life Plan yase Standard Bank.

Ngokufanayo ne Flexible Box Challenge, i Standard Bank Flexible Life Plan ikuvumela ujonge ongazikhethe ukwenza kwaye ikuvumele ukwazi ukuhlengahlengisa ikhava yakho ngokutshintsha kobomi, kungekho mfuneko yovavanyo lonyango kungabuzwa nemibuzo xa ubhalisa

Whoever you are, covered. i-Standard Bank Insurance Brokers (Pty) Ltd, yi FSP 224 egunyazisiweyo. Imveliso ibhaliswe ngaphantsi kwe Liberty Group, umniki inshorensi obhaliswe ngokusemthethweni. kukho imiqathango, umgcipheko kubekwe nemida.

Quote: https://www.standardbank.co.za/southafrica/personal/products-and-services/insure-what-matters/yourself/flexible-life-plan?cid=SES_GpmMPE

Kukho imimiselo nemiqathango

Kukho imimiselo nemiqathango

Stream Ready