Umhlobo Wenene FM 88-106FM

News & Announcements
Shows up Next
Competitions
Sunlight Dish Liquid

Sunlight Dirty Dish Count Ezinye zeenkumbulo ezimnandi ziqala xa sisenza...

Closes: 2026-09-25
Sunlight 135 Years – Raised by the Bar

Iminyaka eyi 135, isitena esiluhlaza se Sunlight/i Sunlight Green Bar...

Closes: 2026-09-04
Standard Bank Flexible Box Challenge

Dlala i Flexible Box Challenge ne Standard Bank Flexible Life...

Closes: 2026-09-11
Podcasts & Vodcasts
View all
UWFM Podcasts
iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni
Mothers day convo
Social Media
Follow us @UmhloboWeneneFM

#BEE17 #UmyingeEkhulwini i-29% yamadoda athi akhe aboleka le nto kumntu athandana naye. Yintoni leyo?

#UMXHOLO2: Ucinge ntoni ngesinyanzelo sokuba uGwede Mantashe onguSihlalo weANC angxengxeze ngokunyanisekileyo esizweni nakumanina ngamagama awasebenzise ukubhekisa kwimikhwa yokuqesha ngesondo kooMasipala abaliqela abalawulwa yiANC? Wathini xa esithi ewe uyaxolisa kodwa akasazi isono sakhe ...njengoko neencutshe zesiXhoaa zingaboni bugwenxa kumagama awabizileyo, kwaye neANCWL ekhalazayo ayikhange ithethe naye, ayicacisele? Luchuku nje olu okanye uthethe ngokunga khathali? Ungamcebisa uthini?

#UMXHOLO1 : Namhlanje kwezisematheni nezingu ndabamlonyeni sithi, uchukunyiswe wachulumanca yhintoni mvanje, okanye wadana loxo xakusithiwani, akho phofu amanqaku owafumeneyo kuleveki iphelayo ukuyaphambili? Ngen'emxholweni.

#UkholoLwemveli #MasixoxeNgobizo #Ubizo #Ubugqirha #Intwaso #Inkenkqe #Ukufokumhlophe @23h00 Sizakuva ukuba, yakumumatha okanye ingakhali inkomo kuqhutywa isiko ekufunwe igqirha kulo, ingaba kufuneka kunukwe bani phakathi kwekhaya negqirha. Luxanduva lukabani phakathi kwekhaya negqirha ...ukuqinisekisa ukuba inkomo iyakhala? Sizakube sihleli noKhwalo Sive Kiswa. Sibhalele apha kuFacebook Umhlobo Wenene Fm 88-106 okanye usitsalele umnxeba ku011 714 0305 kungenjalo usithumelele iVoice Note ku041 391 1221 #UmhloboWeneneFm @Vuyani Onke Gwebinkundla Cetywayo @Nosimphiwe Jikijela

#UkholoLwemveli #Masidlimbadu #Amasiko #Izithethe #IsiNtu #Ubuhlanti @22h00. Sizakucaciselwa ngokubaluleka kobuhlanti phakathi kwekhaya. Sive ukuba inantoni na indawo ekwakhiwa kuyo ubuhlanti. Ingaba ikhona kusini na indawo ekufaneleke ukuba bube kuyo ubuhlanti emzini. Kweminye imizi bubasemva ...kwezindlu kweminye bubephambi kwezindlu lo gama kweminye bubasecaleni. Uzakube ekhona ubawo uMntande Fezile Mkhaba. Sibhalele apha kuFacebook Umhlobo Wenene FM 88 - 106 okanye usitsalele umnxeba ku 011 714 0305 kungenjalo usithumelele iVoice Note ku 041 391 1221 #UmhloboWeneneFM #Unomhlobomhlobo @ Vuyani Onke Gwebinkundla Cetywayo @Nosimphiwe Jikijela

#UkholoLwemveli #MasifundeNgenkolo #Amasiko #Izithethe #IsiNtu #Umendi @21h00 Sizakuva kumphulaphuli ukuba xa kufikelela kwimontlalo yesiNtu, yeyiphi na indima ayidlalayo njengomendi emzini wakhe nakusapho lwamaThile ngokubanzi. Sibhalele apha kuFacebook Umhlobo Wenene FM 88 - 106 okanye usitsalele... umnxeba ku 011 714 0305 kungenjalo usithumelele iVoice Note ku 041 391 1221 #UmhloboWeneneFM #Unomhlobomhlobo @ Vuyani Onke Gwebinkundla Cetywayo @Nosimphiwe Jikijela

#IsikhokeloKwezemfundo #IEC #LGE 20h30

Umxholo
Mphula-phuli ngokuhlwanje sisaqhuba nokuva ngonyulo lomasipala olubandakanya ukuqonda amalungelo abavoti kuquka nokuthatha uxanduva. Le nkqubo yangokuhlwanje icacise ngamaxesha okuvula nokuvala kwizitishi zokuvota, amanyathelo owathathayo ...xa unento ofuna ukuyikhalazela kuquka nendlela abalungiselelwe ngayo abantu aba disabled. Ukhona uMr. Maki ophuma kwi ofisi ye IEC ese Mpuma Koloni uzakusicacisela banzi.

Umbuzo wosuku: Ufuna ukubuza ntoni kundwendwe lwethu malunga novoto?

Qhagamshelana nathi ku 08600 2672 okanye ku WhatsApp 041 391 1222 uzibuzele.

#InzululwaziNobuchwepheshe #Physics #ExamPreparation 20h05

Umxholo
Mfundi ka Grade 12 ngokuhlwa nje sikuphathela inkqubo ye revision yephepha lokuqala le Mathematics. Utitshala wethu Mr. Ngabiyeza uzakugxila kakhulu kubume be phepha nakwi functions. Mzali qiniseka ukuba umntwana ...wakho akaphoswa zezinkqubo rhoqo ngeveki (Mon-Thur) nangomgqibelo ngeli xesha lee mviwo zokuphela konyaka.

Thumela imibuzo yakho ngoku mfundi.

Qhagamshelana sitstalele ku 0860002672, ku WhatsApp 041 391 1221 ushicelele ivoice note
engange 30 seconds uzibuzele kutishala wethu.

MAMELA | Kwinqaku lethu elithi #Ndincedeni sincokola nomama odinga iimpendulo malunga nemali
yembuyekezo ekukholeleka ukuba yakhutshwa liSebe lezeMpilo
ngokungabinankathalo ngethuba kubelekwa umntwana, nto leyo
eyakhokelela ukuba umntwana aphile nokukhubazeka (Cerebral
Palsy). ...Khawuphulaphule.

#UWfmDrive
#UWfm66
#Ndincedeni
#iDriveEnochatha

#UmbuzoOmkhulu:
Ngoobani ocinga ukuba ngabona bantu baqhuba kakubi ezindleleni?

☎️ Emnxebeni: 086 000 2672
🗣️📱 WhatsApp: 041 391 1221

Okanye uphefumle kwii-Comments apha.

Cofa iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho. @babezeeee @luksgidane ...@tlgmadala @elethumtiki

Bhala uthi:
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala

JONGA | @ebmq_gospel iyonwabisa eqongeni Ekupholeni Old Age Home eGqeberha, kusasazo ngqo kuNgenani Emasangweni Ngendumiso no @mamkwatsha

#Unomhlobomhlobo

Khayelitsha yima ngeenyawo! 🔈
Usuku olukhulu lwe-7 kaNovemba sele lugalelekile!
📆
Uyamenywa kwiKhayelitsha Maskandi Festival! Yizokubona xa iqonga livuth’ umlilo ngamagama amakhulu afana no @menzi.music , 🎵🎸🎤🔥🔥

Thenga itikiti apha: ...https://www.webtickets.co.za/v2/event.aspx?itemid=1594191471
Nqanda Ziyophulana!
#KhayelitshaMaskandiFestival #UmhloboWenzaKakhulu #UnomhloboMhlobo #UWfm66

Ukunciphisa umzimba akufanelanga kubeke impilo yakho emngciphekweni!
Kwi #KKM namhlanje sijonga indlela ukuzilambisa, ukuncipha ngokukhawuleza kunye nokusebenzisa amayeza angakhuselekanga okunokuchaphazela ngayo iihormones, impilo yezesondo kunye nokuzala.
Sikwaxoxa ngendlela utywala ...obunokuchaphazela ngayo izigqibo esizenzayo kunye nempilo yethu yezesondo.
Khumbula, impilo yakho ibaluleke ngaphezu kwenkangeleko yomzimba.
#KKM #UmhloboWenene

Akufun’ ukuphoswa, xa iGospel Goes Classical igaleleka eMpuma Koloni okokuqala ngqaaaa — ibambisene noMhlobo Wenene FM!
Imvuselelo iza kuna phezu kwethu xa eqongeni kutshila iimvumi ezithandwayo ezizezi: Timothy Myeni, Oncemore Six, Lusanda Beja, Takie Ndou, Ncebakazi Msomi, Lungelo ...Hlongwane, Sesethu Maneli, Sneziey, Xola Toto, uPastor V Mboniswa, ndibala ntoni!
Masidibane eChristian Centre Abbotsford kuGompo City ngoMgqibelo we31 kuOctober 2026. Amatikiti sele efumaneka eComputicket, Webticket, Shoprite Checkers, Pick n Pay nakwaBoxer. Amatikiti kaGeneral yiR350 aweVIP yiR500.
Khawuleza KWANGOKU, amatikiti engekaphangwa!

Indibano ayiphelelanga de kufike iOld Buck. Thenga iOld Buck Dry Gin, skena i-QR khowudi esesicikweni uze ube nethuba lokuWINA iOld Buck Dry Gin ukwenzela indibano yenu elandelayo. Kukho imimiselo nemiqathango. #BiziBhokhwe #CallTheBuck

🔴 EMOYENI:
▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha
🎙️Abasasazi: @luksgidane @babezeeee

#IkonaYamadoda:

Amadoda ayakhala ngokusokola ukufumana amaqabane, okanye athi lowo osele elifumene, abone ukuba alikulungelanga ukubayinkosikazi yakhe.

Ingaba yintoni eyenza... ukuba kubenzima ukufumana iqabane? Zeziphi ezi mpawu uzikhangelayo phambi kokuba uthandane nomntu, okanye abe yinkosikazi yakho?

Cofa iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho. Okanye uphefumle kwii-Comments apha.

Bhala uthi:
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala

#UmbuzoOmkhulu:

Kukhalwa ngabantwana abangaphantsi kweminyaka abahamba iindawo zentselo!

UMBUZO: Uye umoluleke njani umntwana ongengowakho, ingakumbi xa engaziphathi kakuhle esidlangalaleni? @luksgidane @babezeeee

#BEE17 Ukuba unomodla wokudlala umdlalo wethu Ama 1K nama 2K nceda usithumele inombolo yakho neminyaka yakho ku041 391 1221

#BEE17 #UmyingeEkhulwini i-29% yamadoda athi akhe aboleka le nto kumntu athandana naye. Yintoni leyo?

#UMXHOLO2: Ucinge ntoni ngesinyanzelo sokuba uGwede Mantashe onguSihlalo weANC angxengxeze ngokunyanisekileyo esizweni nakumanina ngamagama awasebenzise ukubhekisa kwimikhwa yokuqesha ngesondo kooMasipala abaliqela abalawulwa yiANC? Wathini xa esithi ewe uyaxolisa kodwa akasazi isono sakhe ...njengoko neencutshe zesiXhoaa zingaboni bugwenxa kumagama awabizileyo, kwaye neANCWL ekhalazayo ayikhange ithethe naye, ayicacisele? Luchuku nje olu okanye uthethe ngokunga khathali? Ungamcebisa uthini?

#UMXHOLO1 : Namhlanje kwezisematheni nezingu ndabamlonyeni sithi, uchukunyiswe wachulumanca yhintoni mvanje, okanye wadana loxo xakusithiwani, akho phofu amanqaku owafumeneyo kuleveki iphelayo ukuyaphambili? Ngen'emxholweni.

#UkholoLwemveli #MasixoxeNgobizo #Ubizo #Ubugqirha #Intwaso #Inkenkqe #Ukufokumhlophe @23h00 Sizakuva ukuba, yakumumatha okanye ingakhali inkomo kuqhutywa isiko ekufunwe igqirha kulo, ingaba kufuneka kunukwe bani phakathi kwekhaya negqirha. Luxanduva lukabani phakathi kwekhaya negqirha ...ukuqinisekisa ukuba inkomo iyakhala? Sizakube sihleli noKhwalo Sive Kiswa. Sibhalele apha kuFacebook Umhlobo Wenene Fm 88-106 okanye usitsalele umnxeba ku011 714 0305 kungenjalo usithumelele iVoice Note ku041 391 1221 #UmhloboWeneneFm @Vuyani Onke Gwebinkundla Cetywayo @Nosimphiwe Jikijela

#UkholoLwemveli #Masidlimbadu #Amasiko #Izithethe #IsiNtu #Ubuhlanti @22h00. Sizakucaciselwa ngokubaluleka kobuhlanti phakathi kwekhaya. Sive ukuba inantoni na indawo ekwakhiwa kuyo ubuhlanti. Ingaba ikhona kusini na indawo ekufaneleke ukuba bube kuyo ubuhlanti emzini. Kweminye imizi bubasemva ...kwezindlu kweminye bubephambi kwezindlu lo gama kweminye bubasecaleni. Uzakube ekhona ubawo uMntande Fezile Mkhaba. Sibhalele apha kuFacebook Umhlobo Wenene FM 88 - 106 okanye usitsalele umnxeba ku 011 714 0305 kungenjalo usithumelele iVoice Note ku 041 391 1221 #UmhloboWeneneFM #Unomhlobomhlobo @ Vuyani Onke Gwebinkundla Cetywayo @Nosimphiwe Jikijela

#UkholoLwemveli #MasifundeNgenkolo #Amasiko #Izithethe #IsiNtu #Umendi @21h00 Sizakuva kumphulaphuli ukuba xa kufikelela kwimontlalo yesiNtu, yeyiphi na indima ayidlalayo njengomendi emzini wakhe nakusapho lwamaThile ngokubanzi. Sibhalele apha kuFacebook Umhlobo Wenene FM 88 - 106 okanye usitsalele... umnxeba ku 011 714 0305 kungenjalo usithumelele iVoice Note ku 041 391 1221 #UmhloboWeneneFM #Unomhlobomhlobo @ Vuyani Onke Gwebinkundla Cetywayo @Nosimphiwe Jikijela

#IsikhokeloKwezemfundo #IEC #LGE 20h30

Umxholo
Mphula-phuli ngokuhlwanje sisaqhuba nokuva ngonyulo lomasipala olubandakanya ukuqonda amalungelo abavoti kuquka nokuthatha uxanduva. Le nkqubo yangokuhlwanje icacise ngamaxesha okuvula nokuvala kwizitishi zokuvota, amanyathelo owathathayo ...xa unento ofuna ukuyikhalazela kuquka nendlela abalungiselelwe ngayo abantu aba disabled. Ukhona uMr. Maki ophuma kwi ofisi ye IEC ese Mpuma Koloni uzakusicacisela banzi.

Umbuzo wosuku: Ufuna ukubuza ntoni kundwendwe lwethu malunga novoto?

Qhagamshelana nathi ku 08600 2672 okanye ku WhatsApp 041 391 1222 uzibuzele.

Download our App
Listen anywhere, anytime. Available on iOS and Android.