Umhlobo Wenene FM 88-106FM
#BathiniLite Yintoni owakhe wayithenga kuba ubona abantu benayo? Waphela uyithanda okanye sele izihlelelepha? #BathiniLite #BEE17
IQONGA LE-MPOLO LIYAWA ‼️🚨
Yizokubona iqonga leMpolo Yabahlobo Family Day kulo nyaka xa litshisa bheee! 🔥🔥🥵
Yonwatyiswa nguKeke Mthathi - iBossLady, uMax Onke Sotshongaye bekunye negqala ngokwalo — uPastorTheDJ.
Iza kuba lusuku lolonwabo lolutsha ...loMhlobo nomculo kaPastorTheDJ okukhumbuza ngoku nangokuya! 🎵
Fumana itikiti KWANGOKU eBoxer, Pick n’ Pay naseWebtickets, ube “right”..🎫✅
#ImpoloYabahlobo #Impolo2026 #IntoIngeMpolo #UWfm66 #UnomhloboMhlobo
#BEE17 #Bathini Ukufika kwexesha apho abantwana bekhula bemke ekhaya yinxalenye eqhelekileyo yobomi, kodwa kubazali abaninzi akulula ukuyiqhela. Ukuba sele ukhe wadlula kweli nqanaba, wajamelana njani nalo? Yintoni eyakunceda wamkela ubomi ngaphandle kwabantwana ekhaya? Okanye nawe, onomntwana ...osezokuphuma endlini, uziva njani?
#BEE17 : #UmyingeEkhulwini Yi-16% kuphela yabantu abathe benza le nto nomntu abasebenza naye kunyaka ophelileyo. Yintoni le?
Abamthembayo abasoze badaniswe. Sondela mhlobo sizokubuyisa ithemba nomfundisi uMzwandile Ntshona
#UMXHOLO2: Ucinge ntoni xa kuvela kwiMadlanga Commission ukuba iIDAC kaAdv Andrea Johnson yasekelwa ukudlakaza amaPolisa, kungoko igxobeleka kwizinto ezingayifuniyo ibamba uLt Gen Dumisani Khumalo kuba eqeshe uBrig Deneo Mokwele osuka ngaphandle? Wathini xa umphandi ophambili weIDAC uBrian ...Padayachee esithi uBrig Mokwele wabanjelwa ekucingelwa ukuba angayenza engekayenzi? Wathini xa kucelwa kuMongameli Ramaphosa ukuba loAdv Johnson anqunyanyiswe emsebenzini ngenxa yobungqina obuthiwa thaca kwiMadlanga Commission?
#UMXHOLO1: Namhlanje lolwasuku kudala lugaqelwe nalapho sisondelelanayo sikrwecane senz'uphicotho ngokwenzekayo kwelilizwekazi loMzantsi Afrika ukususela kwezoPolitiko, ubunkokheli, imontlalo nolwaphulo mthetho oludlangileyo. Ozakusikhokhela namhlanje nguDr Makhosandile Kwaza
#ImpiloYakhoIzaKuqala #Pregnancy #Disability #Phocomelia @20h05 Sicacisa ngemeko yokukhubazeka kosana olungekazalwa neyaziwa njengePhocomelia noDr Bulelwa Mzileni ongugqirha wamanina. Singathanda ukuva ukuba ucinga ukuba kutheni kubalulekile nje ukuzikhathalela xa ukhulelwe, ngakumbi kwezaa veki ...zokuqala? Ungasibhalela kuFacebook; UmhloboWenene FM 88 – 106, okanye usitsalele umnxeba ku 0860 000 2672, kungenjalo usithumelele iVoice Note ku 041 391 1221.
IQONGA LE-MPOLO LIYAWA ‼️🚨
Yizokubona iqonga leMpolo Yabahlobo Family Day kulo nyaka xa litshisa bheee! 🔥🔥🥵
Yonwatyiswa nguKeke Mthathi - iBossLady, uMax Onke Sotshongaye bekunye negqala ngokwalo — uPastorTheDJ.
Iza kuba lusuku lolonwabo lolutsha ...loMhlobo nomculo kaPastorTheDJ okukhumbuza ngoku nangokuya! 🎵
Fumana itikiti KWANGOKU eBoxer, Pick n’ Pay naseWebtickets, ube “right”..🎫✅
#ImpoloYabahlobo #Impolo2026 #IntoIngeMpolo #UWfm66 #UnomhloboMhlobo
🔴 EMOYENI:
▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha
🎙️Abasasazi: Luks Gidane Zintle Babe-Zee Mbusi
#iDriveEnochatha X #ikona yamadoda
Uphando lubonisa ukuba indoda enye kwalishumi ajongana noxinzelelo lwengqondo emva kokuba amakhosikazi abo efumene
...abantwana okanye ebelekile, ipostnatal depression. Ingxelo ye-
UNICEF ithi, amadoda amaninzi awanalwazi ngale ngxaki.
Abantu abane postnatal depression kuthiwa bazibekela bucala kwiintsapho zabo baphelelwe ngumdla kwizinto ezininzi kungenjalo bazintyilisele kwiziselo ezinxilisayo. Kuthiwa neengxaki zemali zinegalelo.
Cofa iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho.
Bhala uthi:
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala
🔴 EMOYENI:
▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha
🎙️Abasasazi: Luks Gidane Zintle Babe-Zee Mbusi
#iDriveEnochatha X #UmbuzoOmkhulu
Skeem SeDrive Enochatha ungathetha uthini ngendlela eqhube ngayo indebe yehlabathi yebhola ekhatywayo yalo nyaka?
...Yintoni eyona nto ophuma nayo?
Ingaba singatsho ukuba uMessi yeyona GOAT ngokwenene?
Cofa iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho.
Bhala uthi:
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala
EZENZEKA KWIQONGA LE-MPOLO! 🔥
Kuthi qatha ntoni xa kudibene uAmaza, uLusanda Mbane noLuckeez? Ulonwabo lodwa!
UAmaza yila hunk yeFunk, uLusanda ulonwabo olungenambaliso, uLuckeez Mfowethu amahololo kwakhona kulo nyaka! 🥵
Amatikiti ayaphangwa ngokukhawuleza!
...Zifumanele elakho eBoxer, Pick n’ Pay naseWebtickets.
Iyakubonana kuloo Mgqibelo we-5 kaSeptember 2026.
#ImpoloYabahlobo #Impolo2026 #IntoIngeMpolo #UWfm66 #UnomhloboMhlobo
🚨 MZANTSI, IDE YAFIKELELA KWISIPHELO!
Ngubani oya kuphakamisa indebe yeFIFA World Cup?
🇦🇷 Argentina okanye iSpain 🇪🇸
Qala ubusuku bakho ngomsitho weeyure ezimbini wokulungiselela, nongayiwayo wokuvala ngo-19h00. Liyasuka ibhola ngo-21h00.
📺 ...SABC 1 neSABC 3
📱 Bukela apho ukhoyo kwiSABC Plus: https://sabc-plus.com/
📻 Fumana usasazo nohlalutyo lwalo mdlalo kwizikhululo zikanomathotholo zeSABC jikelele.
Sixelele kwiicomments ukuba ngubani oza kuphumelela 👇🏿
All of Us. All In. Kaofela.
#ArgentinaVsSpain #WorldCupFinal #FIFAWorldCup2026 #SABCSport #SABCPlus
@zuko_sa uthi #Wandibhida kunye neskeem se #BEE17
🔴 EMOYENI:
▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha
🎙️Abasasazi: Luks Gidane Zintle Babe-Zee Mbusi
#iDriveEnochatha X #Ndincedeni
BUKELA:
Ku- #Ndincedeni kule veki, umphulaphuli ohlutshwa ngamazinyo aqaqambayo oko ubahambile oogqirha, kodwa akukho ...bungcono.
Isicelo sakhe kukufumana uncedo nokuba lunjani, ingakumbi amazinyo emboleko (false teeth).
Nawe ukuba unemeko oxakene nayo, sikhona singuMhlobo Wenene nangona singathembisi nto, kodwa hleze kanti ukhona onokubanesisa.
Ukuba ufuna uncedo okanye ukunceda, bhalela ku: mtikie@sabc.co.za, ungalibali ukushiya iinombolo zakho zomnxeba.
Cofa iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho.
Bhala uthi:
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala
UYEZA UMNTWANA WAKHO? 🗣️
Bavumeleni bonke abantwana beze kwiMpolo Yabahlobo Family Day Festival eBuffalo Park Cricket Stadium, kuGompo City!
KODWA NAZI EZIXHALABISAYO‼️🚨
Sele iyi -90% yamatikiti abantwana (3-12 iminyaka ubudala) athengiweyo sithetha nje. Loo nto ...ithetha ukuba ufuna ukuphola kwiMpolo, abe nomntwana wakho ekufutshane nawe, khawuleza uzicholacholele kwimbinana eshiyekileyo NGOKU!
Amatikiti yiR150 kuphela eWebtickets, eBoxer nasePick n’ Pay. 🎫
Abantwana soze bayilibale i-5 kaSeptember 2026.
#ImpoloYabahlobo #Impolo2026 #IntoIngeMpolo #UWfm66 #UnomhloboMhlobo
MAMELA: #UmsebenziWam namhlanje kwi- #123Pholaz, uSiphokazi Bonga usincokolela ngomsebenzi wakhe wokugcina abantwana. Ubala izinto eziliqela azonwabelayo ngalo msebenzi. Ukwacele nengoma emnandi! Sukuphoswa! 🙂📻