Umhlobo Wenene FM 88-106FM
Ingaba ukulungele ukuxoxa ngayo yonke into enxulumene nomculo?
Thatha inxaxheba kwingxoxo ebumba ikamva loshishino lomculo kumsitho walo nyaka we-#UkhoziFMMusicIndaba. Ungaphoswa yiWorkshop ekhethekileyo yeLyricFind — eyokuqala yohlobo lwayo eAfrika — eza kuphonononga ixabiso lesigama... sengoma kunye nokuguqulelwa kwaso emculweni!
📅 28 October 2026
⏰ 10:00 kusasa
📍 SABC M1 Music Studios, SABC Radio Park, Auckland Park
🎟️ Kungenwa MAHALA, kodwa izitulo zilinganiselwe, ngoko qinisekisa ukuba uyabhalisa!
Thumela igama, ifani kwakunye nenombolo yesazisi kwi-email: CAPASSO3@CAPASSO.CO.ZA ukuze uzibekele indawo.
Ukhozi FM. Luhamba Phambili!
#Zidlekhaya #UkhoziFMMusicIndaba Ukhozi FM
#BEE17 #ZiyathaIindabaZabantu Umphulaphuli uligqwetha kwaye ufundiswe ngubhuti wakhe de wafikelela kwinqanaba lokuphangela. Emveni kokubanjwa kukabhuti wakhe uye wafumanisa ukuba ubhuti wakhe ebekhuthuza izithuthi ezithutha imali ukuze akwazi ukumbhatalela eskolweni Ngoku bhuti ufuna ukuba ...umphulaphu abeligqwetha labo kwityala lokukhuthuza. Umphulaphuli yena uthi akalixhasi ulwaphulo mthetho. Ingaba uwrongo phi?
#BEE17 #Bathini Njengomzali, yeyiphi imithetho oyibekayo xa kufikwa kumba wokuthandana kwabantwana bakho?
#BEE17 #UmyingeEkhulwini I-15% ithi yayeka ukusebenzisa lento. Yintoni le?
Lo ngunyana wesizwe, ithole leduna, uMzwandile Ntshona
#UMXHOLO2: Ucinge ntoni xa uEugene De Kock owayeliPolisa eloyikwayo leApartheid esithi masohluthwe isithsaba soxolo sikaNobel kuFW De Klerk owayesakuba nguMongameli owaswelekayo kuba asimfanelanga, nguye owanika imiyalelo yokubulawa kwamagorha omzanalazo, kwaye ngewayentame konke ukuba wayebuziwe... yiiNPA? Wathini xa evezela iKomishoni kaJaji Sisi Kampepe ngeTRC ukuba nguye owayegqithisa ukutya okunkonxiweyo okunetyhefu kwabo mababulawe ukuquka amabanjwa kodwa engayazi lonto, imizimba yabo itshiswa ukugquka umkhondo? Yintoni emayenziwe ngobubungqina ngoku? Athini awakho amava?
#UMXHOLO1 : Namhlanje lolwasuku lokudibanis'iintloko sisenz'uphenyo sifumane nohlalutyo ngokwenzekayo ukususela kwezoPolitiko, ulwaphulo mthetho oludlangileyo, imontlalo, uqoqosho nobuNkokheli eMzantsi Afrika. Sele ekhona ke ozakusikhokhela namhlanje ngu Mnum Zwelethu Madasa
Umamele uphi wena Mhlobo?
Thumela i voice note ku 0413911221 okanye utsalele umnxeba ku 0860002672
Ingaba ukulungele ukuxoxa ngayo yonke into enxulumene nomculo?
Thatha inxaxheba kwingxoxo ebumba ikamva loshishino lomculo kumsitho walo nyaka we-#UkhoziFMMusicIndaba. Ungaphoswa yiWorkshop ekhethekileyo yeLyricFind — eyokuqala yohlobo lwayo eAfrika — eza kuphonononga ixabiso lesigama... sengoma kunye nokuguqulelwa kwaso emculweni!
📅 28 October 2026
⏰ 10:00 kusasa
📍 SABC M1 Music Studios, SABC Radio Park, Auckland Park
🎟️ Kungenwa MAHALA, kodwa izitulo zilinganiselwe, ngoko qinisekisa ukuba uyabhalisa!
Thumela igama, ifani kwakunye nenombolo yesazisi kwi-email: CAPASSO3@CAPASSO.CO.ZA ukuze uzibekele indawo.
Ukhozi FM. Luhamba Phambili!
#Zidlekhaya #UkhoziFMMusicIndaba @ukhozi_fm
#IkonaYamadoda
Iinkcukachamanani zibonisa ukuba lenyuke ngo-8.9% izinga lokuqhawulwa komtshato eMzantsi Afrika. Kuthiwa ukuqhawula umtshato kubanoxinzelelo
olukhulu ngokwasengqondweni, ngokwasenyameni
nangokwasezimalini.
Ikuchaphazele kangakanani into yokuqhawula ...umtshato? Yintoni
eyona nto ekwenzele olona xinzelelo lukhulu ekuqhawuleni
umtshato? @anele_siswana @luksgidane @babezeeee @elethumtiki
#UmbuzoOmkhulu:
Zivuliwe kwiveki ephelileyo izicelo zokungena esipoliseni, kukhangelwa abantu abatsha abakuma-5 500, kodwa kuthe kungekapheli neeyure ezingama-24 , kwabe sekubhalise abantu abangaphaya kwama- 156 000.
Into ebixoxisa kakhulu kutsha nje
nakwiminyaka egqithileyo... kukunqongophala kwabantu
abamhlophe abathathwayo emapoliseni. Bathi baziva bebekelwa
bucala xa kuqeshwa amapolisa.
Luthini uluvo lwakho kwezi zikhalazo zokuba abantu abamhlophe
bayakhethwa, abaqeshwa emapoliseni? @luksgidane @babezeeee @tlgmadala @elethumtiki
Ingaba ukulungele ukuxoxa ngayo yonke into enxulumene nomculo?
Thatha inxaxheba kwingxoxo ebumba ikamva loshishino lomculo kumsitho walo nyaka we-#UkhoziFMMusicIndaba. Ungaphoswa yiWorkshop ekhethekileyo yeLyricFind — eyokuqala yohlobo lwayo eAfrika — eza kuphonononga ixabiso lesigama... sengoma kunye nokuguqulelwa kwaso emculweni!
📅 28 October 2026
⏰ 10:00 kusasa
📍 SABC M1 Music Studios, SABC Radio Park, Auckland Park
🎟️ Kungenwa MAHALA, kodwa izitulo zilinganiselwe, ngoko qinisekisa ukuba uyabhalisa!
Thumela igama, ifani kwakunye nenombolo yesazisi kwi-email: CAPASSO3@CAPASSO.CO.ZA ukuze uzibekele indawo.
Ukhozi FM. Luhamba Phambili!
#Zidlekhaya #UkhoziFMMusicIndaba @ukhozi_fm
EMOYENI:
▶️ Inkqubo: Drive Enochatha
🎙️Abasasazi: @LuksGidane @BabeZee
⚽️ Ezemidlalo: @TLGMadala
☎️Tsala umnxeba: 0860002672
🗣️🔈Thumela iVN: 0413911221
Okanye uphefumle kwii-Comments apha.
Cofa iqosha u-Like, ...u-Share wabelane nabahlobo bakho.
Bhala uthi:
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala
Akufun’ ukuphoswa, xa iGospel Goes Classical igaleleka eMpuma Koloni okokuqala ngqaaaa — ibambisene noMhlobo Wenene FM!
Imvuselelo iza kuna phezu kwethu xa eqongeni kutshila iimvumi ezithandwayo ezizezi: Timothy Myeni, Oncemore Six, Lusanda Beja, Takie Ndou, Ncebakazi Msomi, Lungelo ...Hlongwane, Sesethu Maneli, Sneziey, Xola Toto, uPastor V Mboniswa, ndibala ntoni!
Masidibane eChristian Centre Abbotsford kuGompo City ngoMgqibelo we31 kuOctober 2026. Amatikiti sele efumaneka eComputicket, Webticket, Shoprite Checkers, Pick n Pay nakwaBoxer. Amatikiti kaGeneral yiR350 aweVIP yiR500.
Khawuleza KWANGOKU, amatikiti engekaphangwa!
Khayelitsha yima ngeenyawo! 🔈
Usuku olukhulu lwe-7 kaNovemba sele lugalelekile!
📆
Uyamenywa kwiKhayelitsha Maskandi Festival! Yizokubona xa iqonga livuth’ umlilo ngamagama amakhulu afana no @shenge_wasehlalankosi , 🎵🎸🎤🔥🔥
Thenga itikiti apha: ...https://www.webtickets.co.za/v2/event.aspx?itemid=1594191471
Nqanda Ziyophulana!
#KhayelitshaMaskandiFestival #UmhloboWenzaKakhulu #UnomhloboMhlobo #UWfm66
Ingaba ukulungele ukuxoxa ngayo yonke into enxulumene nomculo?
Thatha inxaxheba kwingxoxo ebumba ikamva loshishino lomculo kumsitho walo nyaka we-#UkhoziFMMusicIndaba. Ungaphoswa yiWorkshop ekhethekileyo yeLyricFind — eyokuqala yohlobo lwayo eAfrika — eza kuphonononga ixabiso lesigama... sengoma kunye nokuguqulelwa kwaso emculweni!
📅 28 October 2026
⏰ 10:00 kusasa
📍 SABC M1 Music Studios, SABC Radio Park, Auckland Park
🎟️ Kungenwa MAHALA, kodwa izitulo zilinganiselwe, ngoko qinisekisa ukuba uyabhalisa!
Thumela igama, ifani kwakunye nenombolo yesazisi kwi-email: CAPASSO3@CAPASSO.CO.ZA ukuze uzibekele indawo.
Ukhozi FM. Luhamba Phambili!
#Zidlekhaya #UkhoziFMMusicIndaba @ukhozi_fm
EMOYENI:
▶️ Inkqubo: Drive Enochatha
🎙️Abasasazi: @LuksGidane @Babe-ZeeMbusi
⚽️ Ezemidlalo: @TLG