Umhlobo Wenene FM 88-106FM
#VukaMzansi
Siza kuxoxa ngamalungelo abantu ngokwasemthethweni malunga namakhaya osapho noMnu. Thabo Mantyi oligqwetha ozakusifundisa ngalomba.
Masithethe mtshana: Teen Zone- Mtshana nanje ngoko usazi ukuba uhlaziyo lwamaphepha wemviwo zebanga leshumi lusaqhuba namhlanje sizakube sihlaziya iphepha lezifundo ze Economics. Sizakuncokola kwakunye no mam Ncediswa Mpandle-Mabona. Ingaba ungathanda ukumbuza ntoni wena?
...#MasithetheMtshana
#TeenZone
#EnrichingLives
#30birthdaycelebration
Masithethe Mtshana: Izimvo Zabantwana- Mtshana abantwana aba Phila nenkubazeko bayoyika ukuphuma bayokudlala nabanye kuba besoyika ukuhlekwa nokwenziwa intlekisa ngabanye, namhlanje sizakube sincokola ngendlela zokufundisa abantwana ngenkubazeko kwakunye nendlela zokwamkela abantwana ...abakhubazekileyo . Ingaba wena mtshana ucinga ukuba yintoni le eyenza ukuba abantwana bangafuni ukudlala nabantwana abakhubazekileyo? Kwaye kungenziwa ntoni ukufundisa abantwana ukuba bangacalucalulani ngendlela ababukeka ngayo? Ukhona umama uNosintu Mcimeli ophila nenkubazeko ozokuthi asifundise nzulu.
#MasithetheMtshana
#IzimvoZabantwana
#EnrichingLives
#30birthdaycelebration
Kwezolimo kuMhlobo sincokola ngezifo ezihlasela zibulale iinkomo ngelixesha noSivuyile Nqeto oyingcali yezifo zemfuyo.
#umhlobouyakhathala
UKeke Mthathi yi Boss Lady yamaza omoya. Kusa uphi namhlanje Mhlobo?
0860 002 672 I 041 391 1221
#KuzeKuse
#20minmix: Dj Mlu-Siq vs The Architect ngubani oze nenye namhlanje mphulaphuli?
#MasonwabeKuMhlobo: Ufikile uManyawuza i2k loMhlobo! Masonwabe mphulaphuli,masiqale simarke iregista yethu!
Diba le radio,is’gebenga sewayilese Yanga Yarees Mabokela ku Jaiva Mzantsi 🇿🇦📻
Sihleli noDJ okwangumvelisi womculo, uMobi Dixon. #DriveEnochatha
Imozulu yodumo ngqo eQonce! @mafabavuma
#DriveEnochatha X #Ndincedeni
#UmbuzoOmkhulu: Ingaba yamkelekile into yokuqhula/yokudlalisa abantu abaphila nokukhubazeka ngemeko yabo?
Njengomntu ophila nokukhubazeka, uyakhathazeka xa abantu bekuqhula/bekudlalisa ngemeko yakho?
☎️ Emnxebeni: 086 000 2672
🗣️📱 WhatsApp: 041 391 1221
...#iDriveEnochatha
#DriveEnochatha
#UMhloboWeneneFM
#UnomhloboMhlobo
Imithandazo yabazali mayingaweli phantsi. Bawo, khokela abantwana bethu, ubakhusele ebubini, ubabuyisele endleleni yobulungisa.
#MazivuthelweIzibingelelo #MabaphileAbantu
🙏🏽🕯️ Nkosi, khusela abantwana bethu, ukhanyise indlela yabo, ubabuyisele eluthandweni nasentlonipheni. Mayiphendulwe imithandazo yabazali.
#MazivuthelweIzibingelelo #MabaphileAbantu
🙏🏽🕯️ Namhlanje kuNgenani Emasangweni, siphakamisa imithandazo yabazali ngenxa yabantwana abaphambukileyo endleleni, abangabeva abazali, nababandakanyeka kwizenzo zobundlobongela.
Bawo, yiva imithandazo yabazali. 🙏🏽 Sikhusele abantwana bethu, ubakhokelele endleleni ...elungileyo, ubuyise uxolo kwiintsapho zethu.
📖 Yeremiya 51:50
#MazivuthelweIzibingelelo #MabaphileAbantu #NgenaniEmasangweni
🙏🏽 Namhlanje kuNgenani Emasangweni sithandazela abantwana abaphambukileyo endleleni, abangabeva abazali babo, nababandakanyeka kwizenzo zobundlobongela, ukubulala nokudlwengula.
Sithi, Bawo, yiva imithandazo yabazali. 🙏🏽🕯️ Buyisa abantwana bakho endleleni elungileyo, ...uphilise iintsapho noluntu lwethu.
📖 Ilizwi: Yeremiya 51:50
#MazivuthelweIzibingelelo
#MabaphileAbantu
#ngenaniemasangweni
MASICULENI: Ukhethe Mina!🎵🎤🎸
Le yenye yengoma athandwa ngayo u @ntencane_wamagitaramusic
Uyayithanda nawe? Yiba kwiBerlin November eNtabozuko, ngoMgqibelo, i28 November 2026, xa sikuphathela Impolo Lounge enochatha weMaskandi!
Thenga kwangoku itikiti eComputickets, ePick ...n’ Pay naseBoxer.
#BerlinNovember #UmdyarhoWamahashe
#ImpoloLounge
#Ntencane
Ubusowuvile kunomathotholo wakho ukuba namhlanje uMcDonalds unesaphulelo seSingle’s Day!
Namhlanje uKKM kunye no @kekemthathi uza kuwe ngqo kuMcDonald’s oseMarket Square ePlettenberg Bay. Yiba zindlebe ke mhlobo! 🍔📻
#KKM #McDonalds #SinglesDay #Unomhlobo