Umhlobo Wenene FM 88-106FM
#UbuntuBam: Lelo xesha lokuncokola nesisele senyathi, uGqirha Loyiso Nqevu. Ukuba unombuzo ngezesiNtu, sitsalele umnxeba okanye usithumelele ivoicenote kuWhatsApp.
☎️ Emnxebeni: 086 000 2672
🗣️📱 WhatsApp: 041 391 1221
#iDriveEnochatha
#UmbuzoOmkhulu: Yintoni into owayincamayo/owayiyekayo kuba uzama ukonga imali futhi yakusebenzela, wawubona nawe umahluko emalini yakho?
☎️ Emnxebeni: 086 000 2672
🗣️📱 WhatsApp: 041 391 1221
#iDriveEnochatha
#123Pholaz: Unganika ngcebiso ithini ekuncediseni ukuphucula indlela ekuyiyo kwizithuthi zikawonkewonke ngakumbi kwii Taxi zengingqi okuyo? (Transport Month)
#UmsebenziWam: Ucinga yintoni umngeni kumzi ohlamba izithuthi? 😀
Khawuve kumphulaphuli xa esibalisela, uve nengoma yakhe emnandi yereggae. Kwi- #123Pholaz kwemini nje. 🎵📍
Ukuba ukwenza kakhulu bekuyipitsa, ibiza kuba yi-Debonairs Pizza Real Deal® Loaded.
Igcwele inyama ephindwe kabini nge-R35.90 qha, futhi kukho iincasa 4 onokukhetha kuzo. 🍕
Ucinga ukuba ungalingana nalo mfutho uze ufumane ithuba lokuphumelela imali eyi-R4 000 emoyeni?
Thumela ...umyalezo kuWhatsApp othi #DoingTooMuch ku-0872405777 ulandele imiyalelo
Kukho iMiqhatango.
Debonairs Pizza – Try Something Amazing!
#RealDealLoaded #DoingTooMuch #DebonairsPizza
Ungaphoswa yincoko yethu nomsunguli we-Coffee Bay Film Festival , uMs Bongiwe Nomaqumba.#KKM
Yiba nethuba lokuWINA iOld Buck ukwenzela indibano yenu elandelayo! Thenga iOld Buck Dry Gin, skena i-QR khowudi esesicikweni ukuze uyingenele. Sivuyisana neminyaka eli-100 yobuchule bokwenene, onokubuthemba. Kukho imimiselo nemiqathango. #BiziBhokhwe #CallTheBuck
#Ezobudlelwane Sincokola ngomba ochaphazela iintsapho ezininzi, utywala nendlela obunokuchaphazela ngayo usapho.
Ingaba utywala bukhe babangela
iingxabano okanye iingxaki kusapho lwakho kwaye iintsapho zingathetha njani ngalo mba ngaphandle kokugxekana? #KKM
Kwinkqubo yanamhlanje, sincokola noBongani Ndzendze, ingcali yokucebisa ngempilo-ntle kwezengqondo (specialist wellness counselor in psychology), malunga neziphumo zobundlobongela obusekelwe kwisini (GBV) kubantwana.
#phuhlamntwana
#SABCEducation
Indibano ayiphelelanga de kufike iOld Buck. Thenga iOld Buck Dry Gin, skena i-QR khowudi esesicikweni uze ube nethuba lokuWINA iOld Buck Dry Gin ukwenzela indibano yenu elandelayo. Kukho imimiselo nemiqathango. #BiziBhokhwe #CallTheBuck
🔴 EMOYENI:
▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha
🎙️Abasasazi: @LuksGidane @babezeeee
Sincokola negqala lomdlali kamabonakude uDumisani Dlamini.
Wayesakudlala indawo kaCrocodile kuSarafina, wanguChester
kuYizo Yizo. Kutsha nje ufumene indawo ephambili kaPapi ...Dhlomo
kumdlalo othi The Four of Us njengomyeni kaVera Dhlomo odlalwa
nguRamie Chuene.
Ngokuqinisekileyo, naye njengandoda zikhona izinto agqitha kuzo.
Cofa iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho. Okanye uphefumle kwii-Comments apha.
Bhala uthi:
#Sarafina
#YizoYizo
#UWFMDrive
#Dumisanidlamini
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala
SAKH'BANTWANA! 📻📍
@dlulanemati @sangesonkefoundation
#uwfm66
#phuhlamntwana
#SABCEducation
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala
SAKH'BANTWANA! 📻📍
IS’dudl’ esithe gungqu, u Sis @tozamangcongolo ekunye @sangesonkefoundation , @dlulanemati eNyanga bakha abantwana.
#uwfm66
#phuhlamntwana
#SABCEducation
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala
SAKH'ABANTWANA! 📻📍
IS’dudl’ esithe gungqu, uSis’ @tozamangcongolo, @dlulanemati, @sangesonkefoundation, ekunye Ndibongo Memorial Church Corner Sunday School eNyanga.
#PhuhlaMntwana
#SABCEducation
#UnomhloboMhlobo
#UWfm66
#UmhloboUyakhathala
SAKH'BANTWANA! 📻📍
IS’dudl’ esithe gungqu, uSis’ @tozamangcongolo ekunye @sangesonkefoundation , @sapoliceservice_za @NyangaPoliceStation eNyanga bakha abantwana.
#uwfm66
#phuhlamntwana
#SABCEducation
#SouthAfricanPoliceServices
...#nyangapolicestation
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala
Udliwano-ndlebe noNompumelelo utishala eGrow ECD #MasithetheMtshana #TeenZone
Sivuka kamnandi, sivuka ngengxolo ekhwaza impelaveki kwiBreakfast Eyondlayo Ekuseni yoMhlobo Wenene FM, noPastorTheDJ, uMafa Bavuma noCoach.
#Breakfast #UWfmBEE #BEE17