Umhlobo Wenene FM 88-106FM
#BEE17 #UmyingeEkhulwini Uphando lubonisa ukuba abantu abangama - 67% benza lento yonke imihla. Yintoni leyo?
Lo ngunyana wesizwe, ithole leduna, uMzwandile Ntshona
#UMXHOLO2: Ucinge ntoni ngobungqina bukaDeena Govender ophezulu kwiHawks embandaza ukuchaza uyifumene phi imali ekwibhanki yakhe neyeNkosikazi kwiMadlanga Commission? Wathini xa kanti oku kwenzeke phambi kokugetyengwa komqhubi wesilenge uBevan Loftus eThekwini kwinto ebbuqhokolo ...bentsebenziswano yamaPolisa eHawks nooMasilenge ukulwa iintshaba nokuhanjiswa kweziyobisi kuba izilenge azimiswa, zisoloko zingxamile? Buthembakele ubungqina bukaGovender othi wayalelwa nguSenzo Mchunu abhutye uNjengele Nhlanhla Mkhwanazi ukuba nguye obathumileyo kulenyhude bakuyo?
#UMXHOLO1: Namhlanje lolwasuku kudaal'uligacele kubakaloku sizakukrwecana sisondelelane senz'uphicotho ngokwenzekayo kwelilizwekazi loMzantsi Afrika neziphaluka, ukususela kwezoPolitiko, ubunkokheli, imontlalo, uqoqosho nolwaphulo mthetho oludlangileyo. Ozakusikhokhela namhlanje nguGqirha... Mkhuseli Vimba
Ufikil’uMaGxarha
Ufikil’uThotho we thotholo.
#ImfundoNgezentlalo #SALGA #DemocracyAcrossDistance @20h30 Sijonga ukuba isebenza njani na iDemokhrasi xa uluntu lukwiindawo ezithe qelele kwabo bathabatha izigqibo noCouncillor Mesuli Ngqondwana usihlalo weSALGA eMpuma Koloni. Singathanda ukuva ukuba uwafumana njani amanzi kwindawo ohlala kuyo? ...Ungasibhalela kuFacebook; UmhloboWenene FM 88 – 106, kungenjalo usitsalele umnxeba ku 0860 000 2672, ungathumela neVoice Note ku 041 391 1221. #UmhloboWeneneFM #SABCEducation
#ImpiloYakhoIzaKuqala #WomensHealth #HealthScreenings @20h05 Sigxininisa ukubaluleka kokuxilongela impilo njengenina noDr Bulelwa Mzileni ongugqirha wamanina. Singathanda ukuva ukuba njengenina, zintoni ezikwenza wonqene okanye ungathandi ukuya kuxilongwa eklinikhi kungenjalo kwagqirha? ...Ungasibhalela kuFacebook; UmhloboWenene FM 88 – 106, okanye usitsalele umnxeba ku 0860 000 2672, kungenjalo usithumelele iVoice Note ku 041 391 1221. #SABCEducation
ZIPHELILE IINTSUKU!!! 🫵🏾📢
Iyhooo! Yhoooo! Zaphela iintsuku sijongile!
ZINTLANU 🖐️kuphela iintsuku phambi koMgqibelo omkhulu!
Ngethemba itikiti lakho lisecaleni kwakho ngokuba uyakukhala!
Masibonane ngoMgqibelo, xa iBuffalo Park Cricket Stadium isiwa phantsi!... 🕺🏾💃
#IntoIngeMpolo
#ImpoloYabahlobo
#Impolo2026
#UWfm66
#SiyaKuGompo
🔴 EMOYENI:
▶️ Inkqubo: Drive Enochatha
🎙️Abasasazi: @LuksGidane @Babe-Zee @TLG
#Drive Enochatha X #ikonayamadoda
Kukho indoda ethi
ayisalali, ityiwa ngumvandedwa oko yohlukana nonkosikazi wayo.
Isizathu kukuba lo mfo wayenengxaki ...neziyobisi de umvazi wancama wahamba nabantwana.
Mhlawumbi wawumbetha de
wamonzakalisa, okanye wawunengxaki yokuthanda abantu
ababhinqileyo de kwaphela nalo mtshato okanye wahlala unkosikazo wakho nto nje akazange waphinda wakuthemba.
Namhlanje sithetha namadoda athi ayazisola ngento awayenzayo.
Yintoni into ozisola ngayo okanye ekutyayo owayenza emntwini
obhinqileyo okanye kwiqabane lakho?
Cofa iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho.
Bhala uthi:
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala
Umsasazi wokuqala oyewathengisa itikiti leMpolo Yabahlobo ngokwakhe, engancediswanga 🤣 #YonkeIntoIngeMpolo @amazantshanga
UAmaza Ntshanga, i-Ou ene Flow isasazela ngqo kwaNicks Food, Gillwell EKuGompo City #YonkeIntoIngeMpolo
Usapho ngalunye lunalo elaabali….kwaye inkumbulo nganye inengoma yayo. 💚✨ zixube nemibhiyozo yeminyaka eyi 135 yesitena esiluhlaza se Sunlight ngokuthi usibalisele ukuba wena waa #SunlightRaisedbytheBar njani utsho nengoma🎶 ekuthatha ikubeke kwezoontsuku. Yabelana ngebali lakho inganguwe ...obhiyoza nge R5 000 evela kwa Sunlight. Sele ukulungele ukusikhumbuza ezamhlamnene? 🫶🏾🏆
Zonke iinkqubo zethu zasemini zisasazelwa eMonti, Gillwell. #YonkeIntoIngeMpolo
Yinton umsindo ongaka osuka kuBhele 🤣🤣 #YonkeIntoIngeMpolo
Yhooo umbane umkile 🤣, kodwa sizawubuyela emoyeni ngokukhawuleza #YonkeIntoIngeMpolo
Namhlanje siseMdantsane Taxi Rank #YonkeIntoIngeMpolo