Umhlobo Wenene FM 88-106FM

News & Announcements
Shows up Next
Competitions
Sunlight Dish Liquid

Sunlight Dirty Dish Count Ezinye zeenkumbulo ezimnandi ziqala xa sisenza...

Closes: 2026-09-25
Sunlight 135 Years – Raised by the Bar

Iminyaka eyi 135, isitena esiluhlaza se Sunlight/i Sunlight Green Bar...

Closes: 2026-09-04
Standard Bank Flexible Box Challenge

Dlala i Flexible Box Challenge ne Standard Bank Flexible Life...

Closes: 2026-09-11
Podcasts & Vodcasts
View all
UWFM Podcasts
iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni
Mothers day convo
Social Media
Follow us @UmhloboWeneneFM

Xa kukho iingxaki emtshatweni, usapho ludla ngokubizwa ukuze luncede. Kodwa xa kuziwa kubomi besondo okanye kubunzima bokufumana abantwana, ngaba siyakwazi ukuxhasa ngaphandle kokugxeka nokuhlazisa?

Singazenza njani iingxoxo zosapho zibe yindawo ekhuselekileyo, apho isibini simanyelwa ...ngentlonipho nangovelwano?

💬 Luthini uluvo lwakho wena ekhaya? Wakha wabona usapho luzama ukunceda isibini, kodwa incoko yaphela sele kukho umntu otyholwayo okanye ohlaziswayo?
#kkm #UmhloboWeneneFM

Xa sithetha nge-heritage, sihlala sicinga ngesinxibo, amaso nezinye izinto esizinxiba xa kusenziwa umsitho okanye kubhiyozelwa inkcubeko yethu. Undwendwe lethu ke
ngumntu othatha impawu zobuhle, iinkumbulo nenkcubeko yethu, aziguqulele zibe zi-accessories esinokuzinxiba mihla le. #KKM

#Disability36 Ungaphoswa yincoko yethu no King Nipho, sincokola ngephulo lakhe
loku kuthaza ubuntu, kunye nokonyusa
ingxowa mali yokunceda abantu abaphila ne-disability. #KKM

Namhlanje sinencoko noBongiwe Meslane, umnini nenqununu ye-Siyanda Educare Centre eHarare, eKapa, malunga nempilo-ntle ye-ECD ukuze kubekho imeko efanelekileyo yokufundisa.

Sichukumisa imiceli-mngeni ejongene nabanini be-ECD, ukufumana ootitshala, umsebenzi wokuvolontiya, nokubaluleka ...kokuba nomfaniswano eziko labantwana kubantwana nakootitshala.

❗️Singabazali nophakathi singazixhasa njani/ngantoni ii creche ezikwi ngingqi zethu. Hlomla kwii comments❗️

#phuhlamntwana
#SABCEducation

#BEE17 #Bathini Lite: Eyona ndlela ikhawulezayo yokundicaphukisa kukuba…..

#BEE17 #Bathini Yeyiphi indawo okanye isakhiwo sembali okhe wasibona kwezintsuku waza wakhathazeka xa ubona imeko ekuso?

#BEE17 #UmyingeEkhulwini Ikota yabantu abafaka leTattoo, baye bazisole kamva ngokuyifaka. YiTattoo yantoni le?

Yiba nethuba lokuWINA iOld Buck ukwenzela indibano yenu elandelayo! Thenga iOld Buck Dry Gin, skena i-QR khowudi esesicikweni ukuze uyingenele. Sivuyisana neminyaka eli-100 yobuchule bokwenene, onokubuthemba. Kukho imimiselo nemiqathango. #BiziBhokhwe #CallTheBuck

🔴 EMOYENI:
▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha

#DriveEnochatha

Kwincoko yanamhlanje noGqirha Jongi Klaas sijonga iimfazwe ezaziphakathi kwamaXhosa nabantu abamhlophe ezaqhuba iminyaka elikhulu.

Bhala uthi:
#UWfm66
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
...#umhlobouyakhathala

🔴 EMOYENI:
▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha
🎙️Abasasazi: @LuksGidane

#iDriveEnochatha X #AmabaliKaLuks Gidane

Cofa iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho. @zonkemusic

Bhala uthi:
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala

🔴 EMOYENI:

▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha

🎙️Abasasazi: @LuksGidane @Babe-ZeeMbusi

#IkonaYamadoda:

🔞🔞🔞
QAPHELA:

Elinqaku lilandelayo alilungiselelwanga abangaphantsi kweminyaka eli-18.

Kuvakala ukuba maninzi amadoda ...ajongene nengxaki yokusebenzi kakuhle kobudoda xa kufuneka ubani ewele iziko, kungenjalo, umntu akhawuleza agqibe.

UMBUZO:

Yintoni KUWE ebangela ukuba ungavukelwa bubudoda okanye bukhawuleze buwe xa kuwelwa iziko?

Ikuchaphazela njani le ngxaki ngokwasengqondweni nasemphefumlweni?

Cofa iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho.

Okanye uphefumle kwii-Comments apha.

Bhala uthi:
#UWfm66
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala

🔴 EMOYENI:
▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha
🎙️Abasasazi: @LuksGidane @Babe-ZeeMbusi

MAMELA |
#iDriveEnochatha ihleli nabakwa @hwfoundation abangabasindleki beBambelela Business Awards.

Khawuve ukuba ezi mbasa zingantoni, ingakumbi wena mntu ...ungusomashishini.

Bhala uthi:
#UWfm66
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala

🔴 EMOYENI:
▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha
🎙️Abasasazi: @LuksGidane @Babe-ZeeMbusi

MAMELA |

#UmbuzoOmkhulu:
Kuthiwa imali iyamtshintsha umntu. Ingakutshintsha njani imali?

Yintoni enokutshintsha ngawe ukuba unganemali?

Bhala uthi:
...#UWfm66
#UWFMDrive
Unomhlobomhlobo
umhlobouyakhathala

🔴 EMOYENI:
▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha
🎙️Abasasazi: @LuksGidane @Babe-ZeeMbusi

MAMELA |

IMadlanga Commission igqiba unyaka.

Khawutsho, ungabalula ntoni ongasoze uyilibale ngale komishini?

Bhala uthi:
#UWfm66
#UWFMDrive
...#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala

Xa kukho iingxaki emtshatweni, usapho ludla ngokubizwa ukuze luncede. Kodwa xa kuziwa kubomi besondo okanye kubunzima bokufumana abantwana, ngaba siyakwazi ukuxhasa ngaphandle kokugxeka nokuhlazisa?

Singazenza njani iingxoxo zosapho zibe yindawo ekhuselekileyo, apho isibini simanyelwa ...ngentlonipho nangovelwano?

💬 Luthini uluvo lwakho wena ekhaya? Wakha wabona usapho luzama ukunceda isibini, kodwa incoko yaphela sele kukho umntu otyholwayo okanye ohlaziswayo?
#kkm #UmhloboWeneneFM

Xa sithetha nge-heritage, sihlala sicinga ngesinxibo, amaso nezinye izinto esizinxiba xa kusenziwa umsitho okanye kubhiyozelwa inkcubeko yethu. Undwendwe lethu ke
ngumntu othatha impawu zobuhle, iinkumbulo nenkcubeko yethu, aziguqulele zibe zi-accessories esinokuzinxiba mihla le. #KKM

#Disability36 Ungaphoswa yincoko yethu no King Nipho, sincokola ngephulo lakhe
loku kuthaza ubuntu, kunye nokonyusa
ingxowa mali yokunceda abantu abaphila ne-disability. #KKM

Namhlanje sinencoko noBongiwe Meslane, umnini nenqununu ye-Siyanda Educare Centre eHarare, eKapa, malunga nempilo-ntle ye-ECD ukuze kubekho imeko efanelekileyo yokufundisa.

Sichukumisa imiceli-mngeni ejongene nabanini be-ECD, ukufumana ootitshala, umsebenzi wokuvolontiya, nokubaluleka ...kokuba nomfaniswano eziko labantwana kubantwana nakootitshala.

❗️Singabazali nophakathi singazixhasa njani/ngantoni ii creche ezikwi ngingqi zethu. Hlomla kwii comments❗️

#phuhlamntwana
#SABCEducation

#BEE17 #Bathini Lite: Eyona ndlela ikhawulezayo yokundicaphukisa kukuba…..

#BEE17 #Bathini Yeyiphi indawo okanye isakhiwo sembali okhe wasibona kwezintsuku waza wakhathazeka xa ubona imeko ekuso?

#BEE17 #UmyingeEkhulwini Ikota yabantu abafaka leTattoo, baye bazisole kamva ngokuyifaka. YiTattoo yantoni le?

Download our App
Listen anywhere, anytime. Available on iOS and Android.
Stream Ready