Umhlobo Wenene FM 88-106FM

News & Announcements
Shows up Next
Competitions
FNB eBucks and Pick n Pay

UMzantsi Afrika unemidibaniso yezinto ezimbini ezihambelanayo! Cinga nge soka/ngebhola ekhatywayo...

Closes: 2026-03-27
Standard Bank

Every Day is Pay Day ngeStandard Bank! Ngena ngoku ukuze...

Closes: 2026-03-31
Ingoma Yonyaka

Chonga Ingoma Yonyaka ka 2025! Phumelela isabelo sakho kwimali eyi-R10,000...

Closes: 2026-03-31
Podcasts & Vodcasts
View all
UWFM Podcasts
iBrakfesi Eyondlayo Ekuse...

Mothers day convo

Social Media
Follow us @UmhloboWeneneFM

#UmbuzoOmkhulu: Wazifumana emveni kwemizamo emingaphi iimpepha zakho zokuqhuba (driver's licence), yaye yaye wazifumana njani?

Emnxebeni: 086 000 2272
WhatsApp VN: 041 391 1221

#iDriveEnochatha
#UWFM

🚨Mhlobo, sithanda ukuthi ngxe kuwe nanjengoko kunophazamiseko kusasazo lwethu ngenxa yemoyezulu embi kwiindawo eziliqela zelizwe. Oochwepheshe bethu basebenza nzima ukuqinisekisa ukuba yonke into ibuyela esiqhelweni. Ukuba usasazo lwakho luyaqhawuka, nceda uye kwiSABC Plus uphulaphule apho ...Umhlobo Wenene FM. Siyabulela kuwe ngomonde nenkxaso yakho

Hay’mani! Inokuba kudala ulinde uLwesihlanu ukuze uzokucula ujuxuze nathi kwi- #Unplugged ye- #123Pholas. Emva kweendaba zentsimbi yesibini, siphethe zona zodwa “iingoma ezimnandi” no-Ifani, ukanti akahambi yedwa, ukhona noBusi Gold. Xelela izihlobo nestrato sonke ukuba kumnandi kuMhlobo!

Zonke iindlela zisingise kwiZiyakhala Mo Sun City nge27 kaJune 2026, eSun City Superbowl! Wena ofanele kukwenza kukuzibekela indawo isekho ngokuzithengela itikiti lakho KWANGOKU!

Amatikiti aqala kwiR350, ze eleVIP lixabise iR1,750 eTicketpro;
...https://shop.ticketpro.co.za/event/ziyakhala-mo-sun-city-2026-c02e82

Masambe siye kwiZiyakhala Mo Sun City!

#ZiyakhalaMoSunCity #SunCitySuperbowl #SABC #UmhloboWeneneFM

🚨Mhlobo, sithanda ukuthi ngxe kuwe nanjengoko kunophazamiseko kusasazo lwethu ngenxa yemoyezulu embi kwiindawo eziliqela zelizwe. Oochwepheshe bethu basebenza nzima ukuqinisekisa ukuba yonke into ibuyela esiqhelweni. Ukuba usasazo lwakho luyaqhawuka, nceda uye kwiSABC Plus uphulaphule apho ...Umhlobo Wenene FM. Siyabulela kuwe ngomonde nenkxaso yakho

Jija iqhosha, wonyuse ivolume, uBusi Gold useqongeni 🎵🎤

#Unplugged #123Pholaz #iFani #UWFM66

#iDriveEnochatha X #Ndincedeni

Kwibali elitsha sincokola no- @ZinzileMhesele ochongwe kwi- @africa_youth_leaders_awards ezizakubanjwa e-Accra kwilizwe laseGhana ngoMgqebelo wevi ezayo (16 May), eyomela uMzantsi Afrika.

Uthi udinga inkxaso.

Kodwa ukuva banzi, sincokola ...naye.

Cofa iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho. @LuksGidane @babezeeee @tlgmadala @elethumtiki

Bhala uthi:
#UWFMDrive
#iDriveEnochatha

#umbuzoomkhulu:

Iingxelo zithi ngaphandle kokukhangela umrholo ongcono, esinye sezizathu eziphambili ezibangela ukuba abantu bashiye imisebenzi abakuyo ngabaphathi babo. Kubalulwa impathombi yabaphathi, ukungaqatshelwa okanye ukunganikwa mathuba okuzibonakalisa ngabaphathi babo kwanolawulo... oluhexayo lwabaphathi.

#UmbuzoOmkhulu uthi: Ngabantu abanjani abaphathi bakho, yaye injani imvisiswano phakathi kwakho nabo? Luks Gidane @babezeeee @tlgmadala @elethumtiki

#iDriveEnochatha
#UmbuzoOmkhulu
#UWFM66

Zonke iindlela zisingise kwiZiyakhala Mo Sun City nge27 kaJune 2026, eSun City Superbowl! Wena ofanele kukwenza kukuzibekela indawo isekho ngokuzithengela itikiti lakho KWANGOKU!

Amatikiti aqala kwiR350, ze eleVIP lixabise iR1,750 eTicketpro;
...https://shop.ticketpro.co.za/event/ziyakhala-mo-sun-city-2026-c02e82

Masambe siye kwiZiyakhala Mo Sun City!

#ZiyakhalaMoSunCity #SunCitySuperbowl #SABC #UmhloboWeneneFM

#iDriveEnochatha

UNGAPHOSWA NGU-LIVE WETHU APHA KU-FACEBOOK NGENTSIMBI YESI-3PM UKUYA KWEYESI-6PM, Ubabukele ebusweni abasasazi bakho xa besasaza! @LuksGidane @babezeeee @tlgmadala @elethumtiki

DSTV 📺 : Channel 818
FREQUENCY📻: 88-106
WEBSITE 🛜: ...www.umhlobowenenefm.co.za
Bhala uthi:
#IdriveEnochatha
#UWFMDrive
#uwfm66

Sincokola noMnu Zwelinzima Vavi kwi- #123Pholas. Vula unomathotholo wakho ngalo mzuzu.

#Oosaziwayo #123Pholas #UWFM65 #ZwelinzimaVavi

#UmbuzoOmkhulu: Wazifumana emveni kwemizamo emingaphi iimpepha zakho zokuqhuba (driver's licence), yaye yaye wazifumana njani?

Emnxebeni: 086 000 2272
WhatsApp VN: 041 391 1221

#iDriveEnochatha
#UWFM

🚨Mhlobo, sithanda ukuthi ngxe kuwe nanjengoko kunophazamiseko kusasazo lwethu ngenxa yemoyezulu embi kwiindawo eziliqela zelizwe. Oochwepheshe bethu basebenza nzima ukuqinisekisa ukuba yonke into ibuyela esiqhelweni. Ukuba usasazo lwakho luyaqhawuka, nceda uye kwiSABC Plus uphulaphule apho ...Umhlobo Wenene FM. Siyabulela kuwe ngomonde nenkxaso yakho

🚨Mhlobo, sithanda ukuthi ngxe kuwe nanjengoko kunophazamiseko kusasazo lwethu ngenxa yemoyezulu embi kwiindawo eziliqela zelizwe. Oochwepheshe bethu basebenza nzima ukuqinisekisa ukuba yonke into ibuyela esiqhelweni. Ukuba usasazo lwakho luyaqhawuka, nceda uye kwiSABC Plus uphulaphule apho ...Umhlobo Wenene FM. Siyabulela kuwe ngomonde nenkxaso yakho

Jija iqhosha, wonyuse ivolume, uBusi Gold useqongeni 🎵🎤

#Unplugged #123Pholaz #iFani #UWFM66

Download our App
Listen anywhere, anytime. Available on iOS and Android.
Stream Ready