Umhlobo Wenene FM 88-106FM
#BEE17 #Bathini Singenza ntoni ukunciphisa iindleko zemingcwabo?
#BEE17 #UmyingeEkhulwini Yintoni le efunyenwe Kuphando lwakutsha nje, eyenza abantu bachithe imali engaphezulu kunale bebecwangcise yona kwiivenkile zokutya?
IThemba liyaphilisa kuBek’ithemba lakho kuye noMzwandile Ntshona
#UMXHOLO2: Ucinge ntoni ngokugxothwa kukaBrig Rachel Matjeng weSAPS ngenxa yezigigaba azenze neqabane lakhe Cat Matlala owaziwa njengomguvela onikwe iTender emaPoliseni ngondlela-mnyama? Wathini xa intloko yeHawks eKZN uNjengele Lesetja Senona elahla esikhundleni kwangenxa yezigemegeme ...ezimdibanisa noCat Matlala? Yakothusa wathini eyokuba uMantyi athi akasamkeli isivumelwano seminyaka esi8 ejele kuCat Matlala ukuba uthengisa amaPolisa amakhulu abewanyoba ukuze agqwese kwiziniki maxabiso kwelaSebe?
#UMXHOLO1: Namhlanje sincokola ngokunqongophala kwamanzi. Ngaphezukoko sizakungena kwizizathu zokulahleka kwamanzi ngenxa yeempompo nemibhobho evuzayo. Ithini eyakho imeko kula manzi akhe angabikho? Ozakusikhokela ngu Amanda Sizani
#ShishinaSomashishini: Usomashishini esincokola naye namhlanje nguMichelle Mnyaka, uthengisa ukutya okuvuthiweyo. Ukuba nawe uneshishini elisakhasayo yaye unqwenela ukuba abantu bazi ngalo, sithumelele i-email ku: MtikiE@sabc.co.za
#iDriveEnochatha
#UmbuzoOmkhulu: Ikuchaphazele njani into yokukhula ngaphandle kwabazali okanye omnye wabazali bakho? Kwenzeka ntoni?
☎️ Emnxebeni: 086 000 2672
🗣️📱 Voicenotes: 041 391 1221
#iDriveEnochatha
#123Pholaz Yeyiphi eyona meko ijongisayo (most embarrassing moment/ situation) osayikhumbulayo umzali wakho awakhe wakubeka kuyo, yakufundisa ntoni lomeko?
Ubudlelwane obuqinileyo phakathi kwabazali nabantwana buqala ngokumamela, ukuthetha ngenyaniso nokwakha indawo ekhuselekileyo ekhaya.
Namhlanje sijonga indlela abazali nabantwana abanokuxhasana ngayo, ingakumbi xa kufikwa kwimiba yeHIV, ulwazi, ukhuseleko nenkathalelwano.
#kkm #uwfm65 ...#unomhlobomhlobo
EZINTSHA KWI-MPOLO! 📣
Ukuba uza kube wonwabe nathi kwiMpolo Yabahlobo ngomhla we-5 kuSeptember eBuffalo Park Cricket Stadium, KuGompo City, thenga itikiti lokungena neCooler Box yakho ngeR150 KWANGOKU!
Qaphela! Akusayi kuvunyelwa naluphina uhlobo lweglasi nezikhali ...ngaphakathi — ziiCans kuphela ezivumelekileyo.
IiCooler Box azisayi kuvunyelwa zingene emva kwentsimbi yesihlanu (17:00).
EZINGENA NGOKU zezokuba, amatikiti eEarly Bird axabisa iR250
okungena neCooler Box ayaphela ngomso umhla we30 kuJune. Ithi ke loo nto leqa kwaBoxer, ePick n Pay, naseWebticket KWANGOKU!
Mayibonane eBuffalo Park Cricket Stadium ngoMgqibelo we5 kuSeptember 2026.
#ImpoloYabahlobo #Impolo2026 #IntoIngeMpolo #UWfm66
I-Weet-Bix Breakfast Club ikhuthaza isiqalo esinozinzo ukuze uphumelele emagqabini. Ufuna ukuzibeka ethubeni lokuphumelela i-R5000 ne Weet-Bix yonyaka wonke. Phulaphula isitishi sakho sikanomathotholo esisenyongweni usixelele ngendlela oqala ngayo unamandla ude uyokugqiba usenamandla, yaye ...ungasethamsanqeni.
#UmsebenziWam
Nanku unogada esixelela ngezinto ezingamonwabisiyo ngomsebenzi wakhe, kodwa esithi ikhona into enye emonwabisayo, watsho ecela nengoma emnandi. Khawuphulaphule apha kwi- #123Pholaz
EZINTSHA KWI-MPOLO! 📣
Ukuba uza kube wonwabe nathi kwiMpolo Yabahlobo ngomhla we-5 kuSeptember eBuffalo Park Cricket Stadium, KuGompo City, thenga itikiti lokungena neCooler Box yakho ngeR150 KWANGOKU!
Qaphela! Akusayi kuvunyelwa naluphina uhlobo lweglasi nezikhali ...ngaphakathi — ziiCans kuphela ezivumelekileyo.
IiCooler Box azisayi kuvunyelwa zingene emva kwentsimbi yesihlanu (17:00).
EZINGENA NGOKU zezokuba, amatikiti eEarly Bird axabisa iR250
okungena neCooler Box ayaphela ngomso umhla we30 kuJune. Ithi ke loo nto leqa kwaBoxer, ePick n Pay, naseWebticket KWANGOKU!
Mayibonane eBuffalo Park Cricket Stadium ngoMgqibelo we5 kuSeptember 2026.
#ImpoloYabahlobo #Impolo2026 #IntoIngeMpolo #UWfm66
🔴 EMOYENI:
▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha
🎙️Abasasazi: Luks Gidane Zintle Babe-Zee Mbusi
⚽ Ezemidlalo: Tlg Madala
#iDriveEnochatha X EzemidlaloNoTLG
Bayakhala abalandeli beqela leBafanaBafana ngelithi abaqeqeshi badlalile ngethuba ...lokuphumelela umdlalo wabo phakathi kwe-Canada VS South Africa phezolo.
Wena mphulaphuli uwubone njani lomdlalo?
Bukela apha elinqaku ukuba apha-studio siwubone njani lomdlalo no @tlgmadala
Cofa iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho.
Bhala uthi:
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala
🔴 EMOYENI:
▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha
🎙️Abasasazi: Luks Gidane Zintle Babe-Zee Mbusi
#iDriveEnochatha X #IkonaYamadoda
Abantu abaninzi bonzakele emiphefumlweni ngenxa yothando.
Namhlanje sincokola namadoda angamaxhoba okanye awonzakeleyo ...emiphefumlweni ngenxa yobudlelane okanye imitshato.
Kwenzeka ntoni kuwe le ingaka yakuxhela umphefumlo, kwaye yakuchaphazela njani ebomini?
Ukhona u@anelesiswana nengcebiso nentuthuzelo ngokwasemoyeni.
Cofa iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho.
Bhala uthi:
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala
🔴 EMOYENI:
▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha
🎙️Abasasazi: Luks Gidane Zintle Babe-Zee Mbusi
#iDriveEnochatha X #UmbuzoOmkhulu:
Kulindeleke ukuba onyuke amaxabiso ombane ngoLwesithathu koomasipala.
Kwi-City of Cape nge7,5%, eThekwini nge9%, ...eNelson Mandela Bay nge10,09%, ze eBuffalo City anyuke nge14%.
Bayakhala abantu ngokunyuka kombane, kwaye unyuka kanye ngeli xesha lengqele. Kukwakho nexhala lokuba oku kuza kwandisa izinyoka.
SIYABUZA:
Yimalini oyichitha embaneni ngenyanga, yaye kuthetha ukuthini kuwe ukonyuka kwamaxabiso ombane?
Cofa iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho.
Bhala uthi:
#UWFMDrive
#Unomhlobomhlobo
#umhlobouyakhathala
Hello Gompo City! Molwen’ eMonti! 😀📣
Umhlobo Wenene FM ubuyile kwakhona, ekuphathela eyona mbadla inkulu kwikhalenda yolonwabo eMpuma Koloni!
Impolo Yabahlobo Family Day 2026 ingoMgqibelo, umhla we-5 kuSeptember 2026, eBuffalo Park Cricket Stadium, kuGompo City!
...Bhiyozela iminyaka eyi-66 yobuhlobo benene ngomculo, usapho, ukutya okumuncis’ intupha, ulonwabo lwabantwana kwakunye neenkumbulo ezingalibalekiyo. 🍔🎵
Sithe usuku yi-5 kaSeptember 2026, eBuffalo Park Cricket Stadium KuGompo City! 🏟️
Itikiti lakho malibekuwe kwangalo mzuzu! Amatikiti aseWebticket, ePick n Pay naseBoxer. Walala, uza kuhlekwa nazintaka!