Umhlobo Wenene FM 88-106FM
#IngcebisoNgempilo Namhlanje sidibanisa i- hypertension awareness, ukucocwa kwezandla, ukusebenzisa ityiwa necuba kwincoko enye, ngenjongo yokukufundisa noku thintela iingxaki zempilo esinako ukuziphepha. Sijonge iindlela esinokuzikhusela ngayo kwizifo ngoku tshintsha indlela esiphila ngayo mihla ...le. Ukhona u-Dr Dudu Zikiza, ongugqirha wamehlo.#KKM
#PhuhlaMntwana
#MondaysToFridays
Ungaphoswa @09h20
Namhlanje sijonga iingxaki zesikhumba / zolusu (skin problems) ebantwaneni
Sixhotyiswa ngu Gqirha wezikhumba - Dermatologist uDr. Limba
Siqwalasela kakhulu iEczema
- Yintoni iEczema?
- ...Iyafuzwa?
-Iyosulela?
Hlala nathi ke.
Faith Mqala
Sis Toz Official
#BEE17 #Bathini Lite: Yintoni esakungcangcazelisayo nangoku xa kufuneka uyenzile?
#BEE17 #UvukeUcingantoni
Zonke iindlela zisingise kwiZiyakhala Mo Sun City nge27 kaJune 2026, eSun City Superbowl! Wena ofanele kukwenza kukuzibekela indawo isekho ngokuzithengela itikiti lakho KWANGOKU!
Amatikiti aqala kwiR350, ze eleVIP lixabise iR1,750 eTicketpro;
...https://shop.ticketpro.co.za/event/ziyakhala-mo-sun-city-2026-c02e82
Masambe siye kwiZiyakhala Mo Sun City!
#ZiyakhalaMoSunCity #SunCitySuperbowl #SABC #UmhloboWeneneFM
#BEE17 #UmyingeEkhulwini Abaphandi bathi xa ufika kwiminyaka engama-46, abantu abaninzi abayihoyi lento. Yintoni leyo?
0️⃣4️⃣:5️⃣0️⃣
“Vusani UYesu”
Nokuba kwenzeka
ntoni ebomini benu, vusani UYesu”
Mfundise umntwana ngendlela efanele umntwana; Naxa athe wamkhulu, akasayi kumka kuyo.
Ozala umfundisi uMzwandile Ntshona nguye ozakube evula inkqubo ngomthandazo ngenjongo zokuthi, “uMzwandile lo uphuma kwezizandla, nguye ofundise unyana wakhe ngo Thixo”
Sondela mhlobo ...uzokuvuselela ithemba lakho 🙏🙏
#UNCUTHULOMCULOWEJAZZ X #INTERNETATHI
Uncuthu Lomculo WeJazz ubukuphathele udliwano ndlebe nentandane yase-Kapa u- @internetathi ! ungaphoswa yilemvumi apho izobe ithatha iqonga jikelele eMzantsi!
Bhala uthi:
#uncuthulomculowejazz
#polymorphism
#internetathi
Ziyaduma kwi #Imbadla629 ne Gwiba loMhlobo @
🔥⚽ KUSHIYEKE IINTSUKU EZIYI-20 ⚽🔥
ALL OF US. ALL IN. KAOFELA. 🇿🇦
Ziyi-20 iintsuku eziseleyo phambi kokuba ihlabathi limanyane kwinqanaba elikhulu lebhola.
Ukusuka kwithuba elingenakulibaleka ukuya kwithuba lokuba liqhayiya lesizwe —iNdebe yeHlabathi ...yeFIFA ka2026 sele igalelekile.
📺 SABC 1 & SABC 3
📲 sabc-plus.com
📡 Nakwi-Openview HD (OVHD)
📻 Uphulaphule nakwiSABC Radio
#FIFAWorldCup2026 #20DaysToGo #SABCSport #FWC2026 #AllOfUsAllInKaofela
#Unplugged: Baby Momo eqongeni. Vula iwaylese, ubukele noLive apha kuFacebook
#Unplugged: Acoustic Blaq eqongeni. Vula iwaylese, ubukele noLive apha kuFacebook
Rhoqo ngooLwesihlanu, sonke masivathe eziluhlaza nagolide ngelibonisa inkxaso kwiBafana Bafana kwindlela yayo eya kwi-2026 FIFA World Cup.
Masibonakalise ubumbano, ukuzingca, sibe sixhasa iqela lethu xa liphakamisa amathemba elizwe kwiqonga lehlabathi.
Sonke, phakathi kaofela - ...masizibonakalise, senze ingxolo, sime neBafana yethu!
#SABCSport #BafanaFridays #BafanaBafana #FIFAWorldCup2026 #FootballFridays
ALL OF US. ALL IN. KAOFELA. 🇿🇦🔥
🔥 WORLD CUP OPENER 🔥
🇲🇽 Mexico vs Bafana Bafana 🇿🇦
Two nations. One global stage. Where pride, pressure, and passion collide.
📅 11 June | 🕘 21:00
📺 SABC 1 & SABC 3
📲 Stream on ...sabc-plus.com | Download the app and never miss a moment of the beautiful game!
📡 Available on Openview HD (OVHD)
📻 Live on SABC Radio Stations
#SABCSport #FIFAWorldCup2026 #BafanaPride #FWC2026
Sincokola nosofashoni omkhulu uDavid Tlale.
#123Pholaz #Oosaziwayo #DavidTlale
Vula iwaylese yakho ngalo mzuzu, uzivele xa sincokola nosofashoni omkhulu uDavid Tlale.
#123Pholaz #Oosaziwayo #davidtlale