{"id":7061,"date":"2026-08-11T11:54:07","date_gmt":"2026-08-11T09:54:07","guid":{"rendered":"https:\/\/www.umhlobowenenefm.co.za\/umhlobowenenefm\/?post_type=competition&#038;p=7061"},"modified":"2026-08-11T11:54:11","modified_gmt":"2026-08-11T09:54:11","slug":"standard-bank-flexible-box-challenge","status":"publish","type":"competition","link":"https:\/\/www.umhlobowenenefm.co.za\/umhlobowenenefm\/competition\/standard-bank-flexible-box-challenge\/","title":{"rendered":"Standard Bank Flexible Box Challenge"},"content":{"rendered":"\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong><em>Dlala i Flexible Box Challenge ne Standard Bank Flexible Life uphumelele esakho isabelo kwi R50 000 yayonke imihla!<\/em><\/strong><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Ubomi abuhambi njengasencwadini, ngoko kutheni yona ikhava yakho kufuneka ibe njalo?<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Kuleveki ku Mhlobo Wenene FM, i Standard Bank sikuphathela i Flexible Box Challenge, apho ungaphumelela esakho isabelo kwi R50&nbsp;000 yonke imihla.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Isebenza ngoluhlobo: ngena emoyeni thina sizakukuthi jize nge R1&nbsp;000 ngokuthi nje udlale.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Utsho uqalise ngomdlalo. Apha e studio sineebhokisi ezisibhozo&nbsp; ezi Flexible (ongenza nantoni na ngazo)inye inokuthile okohlukileyo \/okwahlukileyo, ingayimali, ingasisiphindaphindi okanye ibe yilahleko.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Kodwa kukho i flex: Phambi kokuba uqinisekise ukuba ukhethile, ufumana ithuba lokukroba kuqala kwenye ibhokisi . kuba kaloku ukuzikhethela ngokukrelekrele kwenzeka xa usazi okukhoyo ongazikhethela kuko.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Ukungenela wena nje WhatsApp-a igama &#8220;Life&#8221; ku 066 050 6830.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Hleze sikutsalelele ukuze udlale! Ukanti imali yakho singayiphindaphinda kabini xa uthe wafuna ikowuti yasimahla, engenambophelelo ye Flexible Life Plan yase Standard Bank.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Ngokufanayo ne Flexible Box Challenge, i Standard Bank Flexible Life Plan ikuvumela ujonge ongazikhethe ukwenza kwaye ikuvumele ukwazi ukuhlengahlengisa ikhava yakho ngokutshintsha kobomi, kungekho mfuneko yovavanyo lonyango kungabuzwa nemibuzo xa ubhalisa<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Whoever you are, covered. i-Standard Bank Insurance Brokers (Pty) Ltd, yi FSP 224 egunyazisiweyo. Imveliso ibhaliswe ngaphantsi kwe Liberty Group, umniki inshorensi obhaliswe ngokusemthethweni. kukho imiqathango, umgcipheko kubekwe nemida.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><strong>Quote: <\/strong><a href=\"https:\/\/www.standardbank.co.za\/southafrica\/personal\/products-and-services\/insure-what-matters\/yourself\/flexible-life-plan?cid=SES_GpmMPE\" target=\"_blank\" rel=\"noopener\"><strong><mark style=\"background-color:#ffffff\" class=\"has-inline-color has-vivid-cyan-blue-color\">https:\/\/www.standardbank.co.za\/southafrica\/personal\/products-and-services\/insure-what-matters\/yourself\/flexible-life-plan?cid=SES_GpmMPE<\/mark><\/strong><\/a><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Kukho imimiselo nemiqathango<\/p>\n","protected":false},"featured_media":0,"parent":0,"template":"","meta":{"_acf_changed":false},"class_list":["post-7061","competition","type-competition","status-publish","hentry"],"acf":{"open_day":"2026-08-06 00:00:00","close_day":"2026-08-14 23:59:59","competitions_terms":"Kukho imimiselo nemiqathango","competition_link":"","hero_image":7063},"_links":{"self":[{"href":"https:\/\/www.umhlobowenenefm.co.za\/umhlobowenenefm\/wp-json\/wp\/v2\/competition\/7061","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/www.umhlobowenenefm.co.za\/umhlobowenenefm\/wp-json\/wp\/v2\/competition"}],"about":[{"href":"https:\/\/www.umhlobowenenefm.co.za\/umhlobowenenefm\/wp-json\/wp\/v2\/types\/competition"}],"version-history":[{"count":1,"href":"https:\/\/www.umhlobowenenefm.co.za\/umhlobowenenefm\/wp-json\/wp\/v2\/competition\/7061\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":7064,"href":"https:\/\/www.umhlobowenenefm.co.za\/umhlobowenenefm\/wp-json\/wp\/v2\/competition\/7061\/revisions\/7064"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/www.umhlobowenenefm.co.za\/umhlobowenenefm\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=7061"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}