{"id":6945,"date":"2026-07-16T14:18:39","date_gmt":"2026-07-16T12:18:39","guid":{"rendered":"https:\/\/www.umhlobowenenefm.co.za\/umhlobowenenefm\/?post_type=competition&#038;p=6945"},"modified":"2026-07-16T14:18:49","modified_gmt":"2026-07-16T12:18:49","slug":"1life","status":"publish","type":"competition","link":"https:\/\/www.umhlobowenenefm.co.za\/umhlobowenenefm\/competition\/1life\/","title":{"rendered":"1Life"},"content":{"rendered":"\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Siyi-1Life, siyaqonda ukuba ubomi bunokutshintsha ngophanyazo. Yiyo lonto sinikezela ngezicwangciso ezilula, ezenzelwe wena nezifikelelekayo ukunceda usapho lwakho lukwazi ukumelana nokungalindelekanga ukuquka nokulahlekelwa.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">I-Life cover ikhusela ikamva losapho lwakho ngokwasezimalini kwaye inceda ekudaleni ubutyebi bezizukulwana. I-Funeral cover inika abo ubathandayo imali abayidingayo ukujongana neendleko zomngcwabo kunye nezinye izidingo ezindibene nokusweleka kwelungu losapho lwakho.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Ayilokhuseleko nje lwezemali &#8211; iikwangokunika usapho lwakho uxolo engqondweni kunye nokubanika ithuba lokuzila ngokufanelekileyo.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">Kule veki k-Umhlobo Wenene FM, sikunika ithuba lokudlala i-Winning at Life ne-1Life. Ukungenela ndwendwela ku <a href=\"http:\/\/www.umhlobowenenefm.co.za\/\">www.umhlobowenenefm.co.za<\/a> okanye uthumele i-SMS ethi \u201c1Life Funeral\u201d ku-45858 ufumane ithuba lokuphumelela esakho isabelo se-R50 000. Hlala uphulaphule i-iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni, nalapho singatshintsha ubomi bakho. Yandisa imali oyiphumeleleyo nge-bonus ye-R2 000 ukuba ukhetha <em>opt-in<\/em> ukufumana i-quote ye-Funeral Cover engabopheleliyo evela kwa-1Life.<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">I-1Life Insurance yinkampani ye inshorensi yobomi enelayisenisi ikwayiyo ne-FSP. Imiqathango iyafumaneka<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\">online..<\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><em>1Life \u2013 Changing Lives.<\/em><\/p>\n\n\n\n<p class=\"wp-block-paragraph\"><\/p>\n","protected":false},"featured_media":6946,"parent":0,"template":"","meta":{"_acf_changed":false},"class_list":["post-6945","competition","type-competition","status-publish","has-post-thumbnail","hentry"],"acf":{"open_day":"2026-07-23 00:00:01","close_day":"2026-07-31 23:59:59","competitions_terms":"","competition_link":"","hero_image":6947},"_links":{"self":[{"href":"https:\/\/www.umhlobowenenefm.co.za\/umhlobowenenefm\/wp-json\/wp\/v2\/competition\/6945","targetHints":{"allow":["GET"]}}],"collection":[{"href":"https:\/\/www.umhlobowenenefm.co.za\/umhlobowenenefm\/wp-json\/wp\/v2\/competition"}],"about":[{"href":"https:\/\/www.umhlobowenenefm.co.za\/umhlobowenenefm\/wp-json\/wp\/v2\/types\/competition"}],"version-history":[{"count":1,"href":"https:\/\/www.umhlobowenenefm.co.za\/umhlobowenenefm\/wp-json\/wp\/v2\/competition\/6945\/revisions"}],"predecessor-version":[{"id":6948,"href":"https:\/\/www.umhlobowenenefm.co.za\/umhlobowenenefm\/wp-json\/wp\/v2\/competition\/6945\/revisions\/6948"}],"wp:featuredmedia":[{"embeddable":true,"href":"https:\/\/www.umhlobowenenefm.co.za\/umhlobowenenefm\/wp-json\/wp\/v2\/media\/6946"}],"wp:attachment":[{"href":"https:\/\/www.umhlobowenenefm.co.za\/umhlobowenenefm\/wp-json\/wp\/v2\/media?parent=6945"}],"curies":[{"name":"wp","href":"https:\/\/api.w.org\/{rel}","templated":true}]}}