Umhlobo Wenene FM 88-106FM

FNB eBucks and Pick n Pay
closes
2026-03-27
Time
00:00

Competition Details

UMzantsi Afrika unemidibaniso yezinto ezimbini ezihambelanayo! Cinga nge soka/ngebhola ekhatywayo ne vuvuzela, amagwinya ne atchaar, ngoku sine FNB eBucks ne Pick n Pay

Lentsebenziswano yenzelwe ukutshintsha izinto ikuphathele iinzuzo/ii rewards zomhlaba, ukuqala kwithuba lokuphumelela iivawutsha ezingafikelela kwi R7 500 zase Pick n Pay.

Sombulula umbuzo wobungqondongqondo qho Lwesihlanu kwinkqubo i Drive Enochatha `ze utsale umnxeba okanye uthumele i WhatsApp ukunika impendulo.

Ungalibali, esi sibini sodumo sikuphathela ii rewards ezifana ne:

Abane FNB Easy bakufumana iivawutsha ezingafikelela kwi R100 zokuthenga evenkileni e Pick n Pay nase Pick n Pay Clothing xa bethenga ngamakhadi abo ase FNB.

– Abane Easy ne Aspire bakufumana imbuyekezo engafikelela kwi R150 izi eBucks ngokuthenga e Pick n Pay Clothing, bafumane imbuyekezo engafikelela kwi R150 evenkileni nengafikelela kwi R150 kwi Pick n Pay asap! App.

– Zibandakanye ne FNB namhlanje. Kukho imimiselo, imiqathango , imithetho yokuzuza kwaye kuqingqiwe.

Qajisela ngesibini sodumo ukuba singobani! Umphulaphuli omnye uyakuba sethubeni lokuphumelela iivawutsha ezingafikelela kwi R7 500 zase Pick n Pay ngokusombulula iqashiso lombuzo wobungqondongqondo. Hlal`uphulaphule ukuze ufumane intluva.

Stream Ready