Ezinye izinto aziphelelanga enye ingekho. I Aromat imema abo Mzantsi Afrika ukuba bathabathe inxaxheba kwiphulo le “Aromat & Eggs Go Together Like” ukubhiyozela izinto ezihamba kunye.
Gqibezela isivakalisi “I Aromat namaqanda zihambelana kunye njenge – Aromat & Eggs Go Together Like” sebenzisa izinto zalapha e Mzantsi Afrika ezihambelanayo, okuhlekisayo, ubudlelwane phakathi kwabanye okanye nje imizuzu ehambelanayo. ukuqala kwi Papa ne tshakalaka ukuya kwizinto zokwenene zobomi esiziqondayo, kukhuthazwa ukuba wenze ngobuchule.
Ungaphoswa kukuphulaphula kwintandane yakho yenkqubo yakusasa kuMhlobo Wenene FM xa kuzakube kutsalelwa abangeneleyo ngqo emoyeni kwi 30-Second Go-Together Challenge – apho ungaphumelela R5,000. Qala imini yakho nge Aromat — kwaye ufake laa MMM emaqandeni akho
Kukho imimiselo nemiqathango.*
“AROMAT AND EGGS GO TOGETHER LIKE…?” CAMPAIGN