Umhlobo Wenene FM 88-106FM

1Life
closes
2026-07-31
Time
23:59

Competition Details

Siyi-1Life, siyaqonda ukuba ubomi bunokutshintsha ngophanyazo. Yiyo lonto sinikezela ngezicwangciso ezilula, ezenzelwe wena nezifikelelekayo ukunceda usapho lwakho lukwazi ukumelana nokungalindelekanga ukuquka nokulahlekelwa.

I-Life cover ikhusela ikamva losapho lwakho ngokwasezimalini kwaye inceda ekudaleni ubutyebi bezizukulwana. I-Funeral cover inika abo ubathandayo imali abayidingayo ukujongana neendleko zomngcwabo kunye nezinye izidingo ezindibene nokusweleka kwelungu losapho lwakho.

Ayilokhuseleko nje lwezemali – iikwangokunika usapho lwakho uxolo engqondweni kunye nokubanika ithuba lokuzila ngokufanelekileyo.

Kule veki k-Umhlobo Wenene FM, sikunika ithuba lokudlala i-Winning at Life ne-1Life. Ukungenela ndwendwela ku www.umhlobowenenefm.co.za okanye uthumele i-SMS ethi “1Life Funeral” ku-45858 ufumane ithuba lokuphumelela esakho isabelo se-R50 000. Hlala uphulaphule i-iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni, nalapho singatshintsha ubomi bakho. Yandisa imali oyiphumeleleyo nge-bonus ye-R2 000 ukuba ukhetha opt-in ukufumana i-quote ye-Funeral Cover engabopheleliyo evela kwa-1Life.

I-1Life Insurance yinkampani ye inshorensi yobomi enelayisenisi ikwayiyo ne-FSP. Imiqathango iyafumaneka

online..

1Life – Changing Lives.

Stream Ready