Every Day is Pay Day ngeStandard Bank!
Ngena ngoku ukuze ume ithuba lokuphumelela ukuya kuthi ga kwiR25 000 yonke imihla!
Ntwana, imali ithetha ulwimi olwahlukileyo, kodwa sonke siyaluqonda!
Ukusuka kwi cha-ching ukuya kwi- Pay Day notification!
Kutheni silinde? Nge Standard Bank, yonke imihla ingaba yiPay Day!
Yonke le veki apha ku Umhlobo Wenene, sifaka iR25 000 ekulindile!
Ukungena, vula i-Standard Bank ACHIEVA okanye MyMo Account ngoku, emva koko,drop-a igama lakho kunye ne #SBLove nakweyiphi na i-social media post yethu!
Kusenokwenzeka sikufowunele kwi-Drive Enochatha!
Kodwa, ukuba asikufowuneli, sukuxhalaba!
Usenemathuba amaninzi okuphumelela!
Emva kokuba uvulile i-ACHIEVA okanye i-MyMo Account, iStandard Bank iza kukuthumelela i-email okanye i-SMS, ineenkcukacha zokuba ungadlala njani kwaye uphumelele isabelo sakho kwiR20 Million!
Sukuphoswa, vula i-akhawunti yakho kwi-app okanye e-branch(ini) namhlanje. i-Standard Bank yi-FSP egunyazisiweyo kwaye ingumboneleli-mboleko obhalisiweyo. Kukho imimmiselo nemiqathango.