#UphuhlisoLwezemfundo #HumanRights #ChildrensRightsViolation #Amalungelo @18h30 Sithetha ngeziganeko zokunyhashwa kwamalungelo abantwana esikolweni noMr Zincedile Tiya oligqwetha. Singathanda ukuva kuwe ukuba lwafumaneka kusini na uncedo lokusombululo ingxaki malunga nesiganeko sokunyhashwa ...kwelungelo lomntwana kwisikolo sengingqi yakho okanye apho kufunda khona umntwana wakho? Ungasibhalela kuFacebook; UmhloboWenene FM 88 – 106, okanye usitsalele umnxeba ku 0860 000 2672, kungenjalo usithumelele iVoice Note ku 041 391 1221.
#EzorhweboNemali #CommerceAndFinance #FinancialEducation #DeceasedBankAccounts @1805 Sithetha ngokwenzekayo kwiiAkhawunti zebhanki zomfi noMnu. Zilulamele Singqotho - Financial Planner. Singathanda ukuva ukuba ingaba kwakuchaphazela njani wena okanye njengosapho ukuvalwa kweeAkhawunti zomfi ...ngakumbi lowo benixhomekeke kuye… Nancedwa njani, emva kwexesha elingakanani ukuze imali ekwezi akhawunti nikwazi ukuyifumana? Ungasitsalela umnxeba ku 086 000 2672, okanye usithumelele iVN kuWhatsApp 041 391 1221 kungenjalo ungasibhalela kuFacebook; Umhlobo Wenene FM 88 – 106.
EMOYENI NGOKU:
INKQUBO: #123Pholas
STUDIO: S2, K2, SABC Radio Park, Auckland Park
ABASASAZI: @AmazaNtshanga no @LusandaMbane
UMQULUNQI: Bongani Nqiqi
UCHWEPHESHE: @BakoenaMohlomi
🎤🎙️📻🎥📷🕐
Ungaphoswa yincoko yethu no-Luzuko ophuma phaya kwi- Kolisi Foundation #KKM
#Ezobudlelwane Namhlanje sijonga into ekuthiwa yi-Micro-cheating, undwendwe lethu
ngunontlalontle okwayiyo ne- Marriage Counsellor e FAMSA. #KKM
SENZE IMPAZAMO. TODAY SITHETHA NGE AUTISM.
YEYANGOMSO LE INGEZANTSI. YHUU SESINGXAMILE.
NGXEE BAPHULAPHULI. #AUTISMTODAY
#PhuhlaMntwana
#NGOMSO sincokola nge condition engaqhelekanga, ekuthiwa yi Tongue Tie ebantwaneni
Khawumamele ukuba yintoni le, ...incedwa njani.
Xa ungayiphakamelanga kwangoko, ingenza ntoni emntwaneni
Sis Toz Official
Faith Mqala
#BEE16 #Bathini Lite: Xa uchole ispaji ulindele imbuyekezo okanye u “ENKOSI” wanele xa usibuyisela kumnini waso?
#BEE16 #BATHINI Ukubekwa “KweKumkani yaseNigeria yaseMonti/kuGompo” ingaba kuvuselele ukugxeleshana ngezikhondo zamehlo phakathi kwabemmi boMzantsi Afrika nabemi bangaphandle?
#IkonaYamadoda
Sikhangela wena Tata owaphuma emtshatweni. Ingaba izizathu zakho zazithini?
Ingaba ngubani owonayo phakathi kwakho neqabane lakho?
Uyazisola ngeso sigqibo?
Cofa iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho. Luks Gidane Zintle Babe-Zee Mbusi ...@TlgMadala @anele_siswana
Bhala uthi:
#UmbuzoOmkhulu
#UWFMDrive
#iDriveEnochatha
#umbuzoomkhulu:
Mphulaphuli luthini uluvo lwakho ngale migushuzo, ejike yanezixholoxholo kuGompo City? @LuksGidane @BabeZee_za TlgSport
Whatsapp VN: 041 3911221
Studio Line: 0860002672
Okanye uphefumle kwii-Comments apha.
Cofa iqosha u-Like, u-Share wabelane ...nabahlobo bakho. @LuksGidane @babezeeee @tlgmadala
Si-LIVE NGOKU! ku Facebook cofa apha!
https://www.facebook.com/watch/live/?ref=watch_permalink&v=2725508067808637
Bhala uthi:
#UmbuzoOmkhulu
#UWFMDrive
#GompoCity
#iDriveEnochatha
Abaphulaphuli boMhlobo Wenene FM, bathwe jize ngeekhalenda zethu ezintsha zika2026.
iikhalenda ziza kufikelela kwindawo okufutshane kuyo, ithi loo nto hlala uphulaphule iinkcukacha apha kungqa phambili.
#MontreuxJazzFest
#IkhalendaYoMhlobo
#UWFM2026
#Unomhlobomhlobo
Mphulaphuli WoMhlobo Mhlobo nali iqela lomxhentso eliphuma kummandla waseFranschhoek eKapa, lindwendwele Umhlobo Wenene FM.
Eli qela liyinxalenye yamaqela asekuhlaleni abonisa ngezakhono zawo kwi Montreux Jazz Festival eqhubayo eKapa sithetha nje.
...#Franshhoek
#Inkcubeko
#MontreuxJazzFest #UnomhloboMhlobo
Iyaqhuba i @montreuxjazzfestival eFranschhoek eKapa, umnyhadala womngqungqo owasungulwa eSwitzerland ngo1968.
Apha kudibene khona amagama amakhulu kwiqonga lomculo afana @thandiswamazwai @dmandisi , @djkentsa , @djzinhle nabanye abaninzi obathandayo.
Lo mnyhadala womngqungqo ...untsukuntathu uqale izolo, uLwesihlanu, kwaye namhlanje lusuku olukhulu apho kulindeleke inginginya yabathandi bomngqungqo.
U @babezeeee woMhlobo Wenene FM ulapha, kwaye usichubela konke kwinkqubo @elvismali5 ethi #Ezezolo.
#MontreuxJazzFest
#UnomhloboMhlobo
#UmhloboWenzaKakhulu
#fridaymix no Dj Buja
#uwfm65 #unomhlobomhlobo
#sidlimbadu #uwfm65 #unomhlobomhlobo #bee16
#sidlimbadu ne @jazielbrothers
#uwfm65 #unomhlobomhlobo #bee16
Akufun’ ukuphoswa emva kwentsimbi yesibhozo kwalapha enkqubeni xa #Sidlimbadu neqela lomculo elithandwayo iJaziel Brothers.
#UWfmBEE #BEE17 #JazielBrothers #Sidlimbadu