Umhlobo Wenene FM 88-106FM
Sincokola no Phumza oli lungu lama volontiya ane phulo lokunceda amaxhoba ezikhukhula eNgqeleni, ngomhla wama-30 kuMeyi, apho abahlali baza kufumana; Ii-health screenings zasimahla neengubo. #KKM
#PhihlaMntwana
#MondaysToFridays
Ungaphoswa @09h20
Sisaqhuba sixhobisa nge #Hypertension #highbloodpressure #HihgHigh, sisahamba naye uDr. Nandpha Mbilini ongu Gqirha wabantwans
Namhlanje siqwalasela
- Iimpawu zokuba uMama okhulelweyo une hypertension
...• Ukulawulwa kwe hypertension ngaphandle konyango lwamachiza
• Ukutya kokuthintela ukuxinezeleka kwegazi
• Ezemidlalo kubantwana abanesigulo soxinzelelo lwegazi
Faith Mqala
Sis Toz Official
MAMELA: uDr Xolisa Tshongolo ucacisa eligama lithi ‘Ingqwele’ #BEE17

uGqirha Tshongolo usicacisela ngesigama sesiXhosa esithi, ingqwele. Phulaphula ukuba ucacisa esithini.
omny.fm#BEE17 #BATHINI Lite : Yeyiphi into ongasoze udinwe ukuncokola ngayo?
Sincokola ne-psychologist uThobeka Msengana malunga nezinga eliphezulu lokuzibulala kwamadoda #BEE17
#BEE17 #BATHINI Ndoda Yintoni le ikufake phantsi konxinzelelo ngalo mzuzu?
#BEE17 #UmyingeEkhulwini Abantu abadala abasixhenxe kwishumi banomnqweno wokutshintsha lento ngabo. Yintoni leyo?
Qala usuku lwakho ngeBreakfast Eyondlayo Ekuseni #BEE17
🔴 EMOYENI:
▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha
Skeem ibhola yamangesi sele iqukunjelwa, kwaye ayikacaci ncam ukuba iya kweliphi icala.
Wena ucinga ukuba iyakweliphi icala?
Ngabaphi abaqeqeshi ababini qa qwaba! abaphambili kulonyaka kuwe?
Cofa iqosha ...u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho. @LuksGidane @babezeeee @tlgmadala @elethumtiki
Bhala uthi:
#Ezisematheni
#UWFMDrive
🔴 EMOYENI:
▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha
🎙️Abasasazi: @LuksGidane @babezeeee
#IKonaYamadoda:
Iingxelo zithi amadoda athandana namanye okanye anomdla kwamanye amadoda, aye anyevulelwe luluntu kwaye angamkeleki lula xa kuthelekiswa nababhinqileyo ...abathandana nabanye ababhinqileyo. Oku kuthiwa kufake amadoda anomdla kwamanye phantsi konxinzelelo olumandla.
UMBUZO uthi:
Waphumela njani elubala, waziwa ukuba uthanda amanye amadoda, kwaye wamkeleka?
Ukuba usazifihlile, ikuphatha njani loo nto?
Sinayo ingcaphephe yale miba, u @anele_siswana (Psychologist) eza kucebisa, kwaye anike uncedo kwabo baludingayo.
☎️Tsala umnxeba : 0860002672
🗣️🔈Thumela iVN: 0413911221
Okanye uphefumle kwii-Comments apha.
Cofa iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho. @LuksGidane @tlgmadala @elethumtiki
Si-LIVE NGOKU! ku Facebook cofa apha!
https://www.facebook.com/live/producer/v2/968646662691179/dashboard
Bhala uthi:
#UWFMDrive
🔴 EMOYENI:
▶️ Inkqubo: iDrive Enochatha
🎙️Abasasazi: Luks Gidane @babezeeee
#IdriveEnochatha:
IMadlanga Commission isanqumamile kuba ilungiselela ingxelo yesibini yethutyana eza kuyithumela kuMongameli Cyril Ramaphosa phambi kokuba iphele le nyanga. ...
UBrown Mogotsi nguye obevele phambi kwale komishini ngoLwesihlanu phambi kokuba ithathe ikhefu yokulungiselela le ngxelo iya kumongameli. Akukhange kube kudala, kwavakala ukuba uMogotsi ubanjiwe. UFannie Nkosi noJulius Mkhwanazi ngabanye abathe babanjwa emva kokuvela phambi kwale komishini.
Wena mphulaphuli weDrive Enochatha, uwubona njani umsebenzi weMadlanga Commission ukuza kuthi ga ngoku?
Yintoni ophuma nayo kuyo kwaye unqwenela ukuyibona ifikelela phi?
☎️Tsala umnxeba : 0860002672
🗣️🔈Thumela iVN: 0413911221
Okanye uphefumle kwii-Comments apha.
Cofa iqosha u-Like, u-Share wabelane nabahlobo bakho. Tlg Madala
Si-LIVE NGOKU! ku Facebook cofa apha!
https://www.facebook.com/live/producer/v2/968646662691179/dashboard
Bhala uthi:
#umbuzoomkhulu
#UWFMDrive
#iDriveEnochatha
#iDriveEnochatha X #ezemidlalonotlg
Mphulaphuli we-Drive Enochatha ezemidlalo beniziphathelwe ngu-@tlgmadala ! @fivesfutbol
@sabcplus @mcdonalds_za @fifaworldcup
#umhlobowenzakakhulu
🔴 EMOYENI: iDrive Enochatha !
🗣 ABASASAZI: Luks Gidane
⚽️ EZEMIDLALO: @tlgmadala
Bekumnandi kunjeya mphulaphuli we-Drive Enochatha!
Singu @umhlobowenenefm sibamba ngazo zombini kuni baphulaphuli beDrive Enochatha ezindlini, emoyeni, nabo bathathe ixesha... baphuma bazosibona. Enkosi koogxa bethu @sabcplus @mcdonalds_za .
Niqubekeke nihlala niyilandela le-count down njembe ijikeleza uMzantsi uphela, hleze ize apho kufuphi nawe!
#IdriveEnochatha
##Unomhlobomhlobo
🔴 EMOYENI: iDrive Enochatha !
🗣 ABASASAZI: Luks Gidane
⚽️ EZEMIDLALO: @tlgmadala
Skeem bekungekho lula, kodwa ungaxalabi UMhlobo Wenene FM 88 - 106 siwubekile e-map-ini! @sabcplus @fifaworldcup @babezeeee
Nithi uBroos @bafanabafanaofficial akamfumenanga... u-GoalKeeper na apha kwi-Drive Enochatha?
🔴 EMOYENI: iDrive Enochatha !
🗣 ABASASAZI: Luks Gidane @babezeeee
⚽️ EZEMIDLALO: @tlgmadala
Mphulaphuli iDrive Enochatha sikuphathela singaphandle kwase-studio. Sikuphathela i-count down ye- @fifaworldcup @sabcplus
Wena usiphulaphule undawoni?
#Unplugged: The Incredibles eqongeni. Vula iwaylese, usibukele kuLive
#Unplugged: Alinda Sivalo eqongeni. Vula iwaylese, ubukele noLive apha kuFacebook