Noticeboard

Supplier FORMS

Date: Feb 4, 2020

Supplier Forum AD

uSABC unimemela kusuku oluzakube lubekelwe bucala kubathengi nabantu abanqwenela ukushishina neSABC, kwiiofisi zeSABC eziseNtshona Koloni. Ngomhla we-6 kule nyanga yoMdumba sibiza bonke oosomashishini abanikezela ngezinkonzo zingezantsi:

 

  • Amaziko ajongene neBuilding Maintenance 
  • ICT
  • Amaziko okwenza izixhobo zokwakha (Building material suppliers)
  • Amaziko anikezela ngendawo zokwenza iinkomfa (Conferencing)
  • Amaziko ajongene nezinto zokutya (Catering)
  • Amaziko avelisa izinto ezithengiswayo (Promotional items)
  • Amaziko anikeza uqeqesho (Training providers)
  •  Amaziko anikeza ukhuseleko (Security)

 

Injongo yolusuku olubizwa nge “Open Day” kukuhlangana noosomashishini abakuluhlu lwe-SABC nabo banqwenela ukuba yinxalenye yosomashishini abasebenzisana neSABC(SABC Supplier Registration). Kwananjalo lithuba lokuba lokufundiswa ngemigaqo siseko  kwabo banqwenela ukunizela iinkonzo apha e-SABC.

 

Ixesha: 09:00-15:00 kwaye ubhaliso luqala ngecala emveni kwentsimbi yesibhozo.

Indawo : SABC Auditorium, 209 Beach Road, Sea Point. Uyakungena ngase St James Street.

 

Izicelo zobhaliso zizakube zifumeneka e-reception kwiofisi zeSABC e-209 Beach Road, Sea Point

 

Zonke incwadi ezifunwayo mazidityaniswe kule form yobhaliso.

 

Yonke imibuzo idibene na lo mba, khangela u-Mr Nadeem Sheldon ku- sheldonn@sabc.co.za.

Comments

comments powered by Disqus

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...

ADVERTISEMENT

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...
Complementary Content
CLOSE

Your Name:*

Your Email:*

Your Message:*

Enter Captcha:*