I 1Life isebenza ngesiseko esilula kodwa esinefuthe –Ukutshintsha ubomi/ukutshintsha iimpilo. Bakholelwa ekuveliseni amathuba okwenza ubomi babathengi babo naabo basenyongweni kubo bubengcono , ngokuthi banikele ngezisombululo zezimali kwaneenkozo ezilula , ezifikelelekayo nezenzelwe iimfuno zabo,ukubenzela ubomi obulula obungenamagingxigingxi. .
Nge Life Cover efikelela ku R10 million, iinzuzo ezongezelelweyo ze Funeral khava ezixabisa ukufikelela ku R16 000, namabango aphunyezwa agqitywe kwimizuzu emithathu , ungaqiniseka ukuba wena nosapho lwakho ninokhuseleko lwezezimali olufunekayo , ukulungiselela amaxesha apho ubomi bungatshintsha ngesaquphe.
I 1Life inayo nekhava efikelelekayo ye Life, Dread Disease, Disability and Funeral cover kwaye ngenxa yokuba ubomi bunezinto yinto maxa onke, i1Life ijonge ukukhawulelana nawe kwizinto eziyimfuneko ikwenzele izinto lula. .
SMS-a u‘Life’ ku 40438 abakwa 1Life bakuthi bakutsalele ukukunceda ngesisombululo sekhava eyenzelwe wena kanye. Yenza njalo –yizame, utsho wonwabele ukuphola engqondweni namhlanje.
Tyelela ku www.1life.co.za ukufumana iingcombolo ezibanzi ne QUOTE kwa 1Life Funeral.
I 1Life ngumniki inshorensi nomboneleli ngeenkonzo zezimali ogunyazisiweyo.