Competition

PEP

Closed on: 1 Oct 2021

PEP

Ungaphumelela ivawutsha ye R2 000 yakwa PEP ku Mhlobo Wenene. Wena nje SMS-a igama lakho negama u‘PEP’ ku 45858. Ungaziwanqela zonke izinto ozidingayo kwelihlobo kwa PEP. Uzakuthi ungene nakwi draw yokuphumelela ukuya kuthi tsi kwa PEP evenkileni  kwi ‘PEP Dash’ uwanqe . Ungena evenkileni yakwa PEP apho yonke into othe wayinxiba kwimizuzu emibini iyakuba yeyakho.   #PEPUpYourSummer Kukho imimiselo nemiqathango. 
 
 
All Competitions

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...

ADVERTISEMENT

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...
Complementary Content
CLOSE

Your Name:*

Your Email:*

Your Message:*

Enter Captcha:*