Competition

Standard Bank Game Show

Closed on: 26 Jan 2018

Your Next Knock Out Game Show

Yenza okwakho okulandelayo impumelelo!

Phumelela iR5000 imihla ngemihla kuYour Next Knock-Out

 

Ukuze ungenele Smsa igama elingu “Gold” kunye negama lakho ku34705.

Abaphulaphuli bazokhuphisana ngoku vavanya ulwazi lwabo ngeStandard bank Gold Card

Abaphumeleleyo bangayiphinda kabini imali yabo kumjikelo webonus

Cofa apha ukuze ufumane yonke into ofuna ukuyazi.

 

Your Next Knock-Out uyiphathelwe nguYour Next Miliion TV Game show, umdlalo odlala qho  ngeveki apho umntu one Standard Bank Gold Card angaphumelela imali engafikelela kwisigidi serandi.(R1 million)

 

Bukela kuSABC 1 ngoLwesithathu ngo 8:27pm ukusukela nge 14 ka February.

 

Tyelela u- www.standardbank.co.za/whatsyournext  ukuze ufumane ingcaciso ethe vetshe.

Kukho imimiselo nemiqathango

All Competitions

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...

ADVERTISEMENT

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...
Complementary Content
CLOSE

Your Name:*

Your Email:*

Your Message:*

Enter Captcha:*