Into ingeentsana ku Mhlobo Wenene FM sibulela abakwa PEP. Ungaphumelela iivawutsha zakwa PEP ezixabisa i R2 000 xa nje ungacula ingoma yokuthomalalisa usana , sonke siyazazi. Nokuba yeyesintu, emnandi okanye nje engaqhelekanga…sifuna ukuziva zonke. Thumela ingoma yakho yokuthomalalisa usana nge WhatsApp ku 072 267 0121. Ungalibali i-#UmhloboPepBaby. Singakutsalela ibe nguwe ophumelelayo! Ngo PEP, uhlala ufumana okugqwesileyo kosana lwakho no xhaxe ngawona maxabiso aphantsi. PEP. YOUR BEST PRICE BABY SHOP. Kukho imiqathango.