Competition

Standard Bank

Closed on: 5 Mar 2021

Pure Save

Bhanka,ukhuphe okanye ufake imali wonge ngentsha i PureSave akhawunti yase Standard Bank kwaye uzuze nenzala xa usonga logama usebenzisa i-akhawunti yakho kwizinto zakho ozithengayo okanye ozihlawulelayo zemihla ngemihla . Iveki yonke ku Umhlobo Wenene FM, sikunika ithuba lokuphumelela nangakumbi, sibulela entsha i-PureSave akhawunti yase Standard Bank. Phumelela iR5000 yonk`imihla , okanye uyiphindaphinda kabini ibe yi R10 000 xa uvule i PureSave akhawunti. Fumanisa banzi ngenzuzo zale akhawunti, ze usinike ezintathu ozithandileyo ukuze uphumelele. Phumelela, ukhuphe okanye ufake imali kwaye wonge ngentsha i PureSave yase Standard Bank. It Can Be. Zivulele eyakho i-akhawunti esebeni ngoku. Kukho imiqathango. Yazi banzi ngeenzuzo ze PureSave ku www.standardbank.co.za   

All Competitions

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...

ADVERTISEMENT

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...
Complementary Content
CLOSE

Your Name:*

Your Email:*

Your Message:*

Enter Captcha:*