Competition

Hulets 125 Years

Closed on: 8 Dec 2017

Huletts 125 Years Competition



Sibulela kuwe!!  Sele kuyiminyaka elikhulu elinamashumi amabini anesihlanu I hullets isenza imihla yonke ibenencasa, besingasoke sikwazi ukwenza oko ngaphandle kwakho.

 

Kwimibhiyozo yethu sinikezela ngamabhaso ezenzo zobubele axabisa I R125 000.

Lamabhaso aquka amatikiti ebhasi, izitulo ezihamba ngamavili (wheelchairs ukutsho ) kunye nokutya

 

Chonga umntu omaziyo ukuba uyawadinga lamabhaso kwaye usixelele nezisathu zokuba ucinge njalo, angasethubeni  lokuphumelela i R5000

 

SMS “Hullets” kunye nesenzo sakho sobubele  kulenombolo 45970, ze umamele inkqubo u-Khanya Gqiyazana  kwiveki ezayo, singakutsalela umnxeba!

 

I-Hullets yenza zonke intsuku zinambitheke!!

 

Facebook:  Huletts SA

Twitter:  @huletts_SA

Instagram:  huletts_SA

All Competitions

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...

ADVERTISEMENT

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...
Complementary Content
CLOSE

Your Name:*

Your Email:*

Your Message:*

Enter Captcha:*