Competition

McDonalds

Closed on: 28 Nov 2023

Nazo Meals

Ismart spenda sichitha ixesha ngaphandle, sibethwa ngumoya opholileyo, sigcakamela ilanga, sonwabile kwaye ngokunjalo, siyazi ukuthi ngeNazo! Meals ungaphumelela iR5000.

 

Ukungenela, thenga iNazo Double Cheeseburger okanye iJalapeno double Small Meal nge R49.90 kuphela. Emva koko, uzifote wonwabele iMeal yakho, ungasilibali islip sakho, uSMSe u"NAZO" ku33659, ulandele imiyalelo. iSMS ixabisa iR1.50, ezasimahla azisebenzi. Kukho imimmiselo nemiqathango.

 

Nazo! #McDeezNazoMeals. Ngeye Smart Spenda. Kukho imimmiselo nemiqathango.

All Competitions

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...

ADVERTISEMENT

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...
Complementary Content
CLOSE

Your Name:*

Your Email:*

Your Message:*

Enter Captcha:*