Competition

UWFM 60th Celebration

Closed on: 5 Jun 2020

Ingoma

Xa sibhiyozela iminyaka eyi 60 yobuhlobo, masabelane nawe nge R60 000 mphula phuli. Zithaphulele nawe kweli cham ngokushicilela ingoma engokugqiba koMhlobo Wenene FM iminyaka eyi 60 ukulamaza omoya, le ngoma mayibe yi - video eyimizuzwana engamashumi amathandathu (60 seconds) kwaye ibe ngolwimi lwesi Xhosa. I - video yakho nokuba iloluphi na uhlobo lo mculo (igenre).

Ukusuka ngomhla wokuqala kuJune de kube ngumhla wesihlanu ku June ngentsimbi yeshumi elinesibini emini emaqanda, xhoma i - video yakho kwi Facebook page yoMhlobo Wenene FM ukuze ukhuphisane nabanye. Ii - video ezintathu ezithandwe kakhulu (ezinee likes ezininzi ukutsho) zizakufumana isixa semali ngokulandelelana kwazo.

#Unomathotholowakho#UWFM60

Unomhlobo Mhlobo 88 – 106 fm

Kukho imimiselo nemiqathango

All Competitions

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...

ADVERTISEMENT

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...
Complementary Content
CLOSE

Your Name:*

Your Email:*

Your Message:*

Enter Captcha:*