Ndimise imovie ukuze ndonwabele iNazo Me Moment yam.
Khange ndizihoye izitya ukuze ndonwabele iNazo Me Moment yam.
IiMcDonald's Nazo Meals zimnandi kakhulu, awufuni nto ezokuphazamisa kwi Me Moment yakho. Ngoko ibane Nazo Me Moment nanini na, naphi na kwaye ubesethubeni lokuphumelela imali engange iR5000.
Ukungenela, thenga iCheeseburger okanye iJalapeno Chicken Burger Small Meals nje nge R29.90 inye. Emva koko uthathe ifoto yakho wonwabele ukutya kwakho, uSMSe uNazo ku33720 ulandele imiyalelo. Isms ixabisa iR1.50, isms zasimahla azisebenzi.
Nazo! #McDeezNazoMeals