iGrand-Pa lilungu elithenjiweyo kwikasi lakho ngaphezu kweminyaka elikhulu. Isebenza nzima nje ngawe ukunqumamisa iintlungu ngokukhawuleza. Kule Nyanga yamaNina, iGrand-Pa kunye noUmhlobo Wenene babhiyozela amanina asebenza nzima- iReal Sterring (iStarring Sokwenene)., ngokubhiyozela esabo iRreal Sterring (iStarringSokwenene). uGrand Ma (uMakhulu).
Zibandakanye neGrand-Pa ukuze ubhiyozele amanina asebomini bakho, udade, umama, umakazi, udabawo okanye umakhulu ; abawenza umsebenzi wabo ukukhuthaza nokuxhobisa wena kunye noluntu yonke imihla. Ungaphumelela ivawutsha yemali engange R5000, emoyeni, ukwazi ubanika isipho esifanelekileyo ukuze ubabonise indlela obaxabise ngayo.