Uluntu lwakho uluthembile ukuba luzakwenza yonke into ihambe kakuhle okanye ime ngobumo, njengoko usenza ngokuthemba i-Grand-Pa headache powders, ukukunceda ukudambisa iintlungu ezincinci nezo ziphakathi ezenziwa yintloko ebuhlungu, amazinyo aqaqambayo ,umkhuhlane nengqele(ifiva). Iveki yonke ku Mhlobo Wenene Fm, sikunika ithuba lokuphumelela i R5000, yonke imihla xa usobelana ngebali lakho lokuba uluntu lwakho lwenza njani ukusebenzisana ukuze luphile ngcono kunye. ukungenela nokwabelana ngebali lakho, SMSa u “Grandpa” nebali lakho ku 45858. Grand-Pa, oko yathenjwa ngaphezu kweminyaka elikhulu (eyi 100). Kukho imimiselo nemiqathango.
Competition

- ${title}
Loading...
Web Content Viewer (JSR 286)

- ${title}
Loading...
ADVERTISEMENT
Competitions

- ${title}
Loading...
Web Content Viewer (JSR 286)

- ${title}
Loading...