Competition

1Life

Closed on: 4 Feb 2022

Changing lives

 

Unintsi lwabantu i inshorensi bayibona njengendlela ekuphela kwayo yokukhusela bona nabo babathandayo. Bambalwa abantu abayaziyo ukuba i inshorensi ingabuguqula ubomi , kwaye ukuba nekhava eyaneleyo edibanisa zonke izinto eziyimfuneko njengekhava yobomi, yesifo ezinobuzaza, eyokuxhwaleka neyomngcwabo, yeyona ndlela ilula nefikelelekayo yokwakha ubutyebi obakuhlala izizukulwana ngezizukulwana.

I Generational Wealth Plan yakwa 1Life Insurance, ikunika i inshorensi efaka ikhava yobomi, eyokufa, eyokuxhwaleka neyokugula, eqala ku  R200 ngenyanga.

SMS-a u ‘Life’ku 40438 abakwa 1Life Insurance bakukutsalela ukuze bakwenzele i Generation Wealth plan eyeyakho. Yenjenjalo ke-uzithathele eyakho ikhavanamhlanje utsho uphole engqondweni.

Ngeenkcukacha nangokufumana ikowuti kwi 1Life Insurance ngena ku www.1life.co.za .

1Life ngumniki inshorensi ogunyazisiweyo nomniki zinkonzo zezimali . imimiselo nemiqathango iyafumaneka online. 1Life. Iguqula ubomi.

Ngenela apha

All Competitions

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...

ADVERTISEMENT

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...
Complementary Content
CLOSE

Your Name:*

Your Email:*

Your Message:*

Enter Captcha:*