Competition

Sunlight Laundry

Closed on: 16 Oct 2020

More Than You Expect

Fumana uxhaxhe othe kratya kumgubo omtsha wokuhlamba ngezandla we Sunlight 2 in 1 onegwebu elithe xhaxhe, ukukunika amandla okucoca ngcono. Ifomyula entsha ye Sunlight icoca iimpahla zakho , izishiye nevumba elimnandi elihlala ixesha elide .

Zibeke ethubeni lokuphumelela umgubo OMTSHA wokuhlamba ngezandla wonyaka wonke  we Sunlight 2 in 1 usenzela wena nabahlobo bakho ababini ngokuthi uthabathe inxaxheba kukhuphiswano lwethu oludlala ngqo emoyeni

Thumela intandane yakho yengcebiso yokuhlamba iimpahla ngezandla ku 064 925 1823 kungenzeka idlalwe ngqo emoyeni, NGEPHEZULU inganguwe ophumelela kuloveki.

Ugwebu oluthe xhaxhe nemvumba elimnandi elihlala ixesha elide.

Sunlight. #MoreThanYouExpect/#UxhaxheKunokoUbukulindele

Facebook: @SunlightZA

Twitter:@sunlight.za

All Competitions

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...

ADVERTISEMENT

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...
Complementary Content
CLOSE

Your Name:*

Your Email:*

Your Message:*

Enter Captcha:*