Competition

Vodacom Financial Services

Closed on: 16 Aug 2019

Win with Vodacom

Amavelatanci akhokelelwa yintshisakalo : Ukuzisa izisombululo ukuze ubomi bube lula. Kuba xa impilo isiba namagingxigingxi nobomi bethu buba sengxingweni , ngokungathi bebunganzimanga kakade. Abakwa Vodacom beze nendlela echubekileyo yokwenza ikhava ye Life Insurance, eyoncedo ngomthetho nekamasingcwabane. OR ikhava ye Life Insurance, yeLegal neye Funeral Cover.

Ubomi obungenamagingxigingxi./Ubomi obulula

Nge Life Cover yakwa Vodacom kulula ukuqinisekisa ikamva labo basenyongweni kuwe, nge Life khava engefikelela ku 1, 5 million Rand. SMS (a) u  life ku 31118 

Ezomthetho ezingenamagingxigingxi/ezomthetho ezilula

Abakwa Vodacom bakunika uncedo ngezomthetho ukususela kwi R 191 ngenyanga. SMS (a) u Legal ku 31118

Umngcwabo ongenamagingxigingxi

Abakwa Vodacom bakunika ikhava kamasingcwabane ongafaka kuyo abantwana nokuba bangaphi. SMS (a) u funeral ku 31188

Kusebenza amaxabiso abekiweyo oku SMS (a)
 

I Vodacom Life Assurance Company ltd ne Vodacom Insurance Company ltd ngabaniki zi inshorensi abasemthethweni.                              

The Future is Exciting, Ready

Vodacom

T's & C's Apply

All Competitions

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...

ADVERTISEMENT

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...
Complementary Content
CLOSE

Your Name:*

Your Email:*

Your Message:*

Enter Captcha:*