Competition

GRAND-PA SIPHILA SONKE

Closed on: 30 Sep 2020

Ukubhiyozela intlalo-nte yoluntu. Ngokubhiyozela iKasi Sterring

Ngaphezu kweminyaka elikhulu, iGrand-Pa ibelilungu elithembekileyo kwikasi lakho, ilungele ukusebenza kwimizuzwana elishumi ukudambhisa iintlungu ngokukhawuleza.

 KwiKasi lakho kulapho uGrand-Pa ehlala khona kwaye Siphila Sonke. Zibandakanye kunye nathi kulenyanga, xa sibhiyozela abo benza ngaphezulu koko bekulindelekile ukuphakamisa, ukhuthaza nokuphuhlisa iindawo abahlala kuzo-iiKasi Sterrings. Dibana nathi ngo 09:45 qho ngoLwesibini kUmhlobo Wenene ukuze ukwazi ubulisa iKasi Sterring sakho sendawo ohlala kuyo esiqinisekisa ukuthi nonke niphilile, singaphumelela imali engange R5000 evela kwaGrand-Pa ngokusebenzisana noluntu.

All Competitions

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...

ADVERTISEMENT

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...
Complementary Content
CLOSE

Your Name:*

Your Email:*

Your Message:*

Enter Captcha:*