#ChipIn okanye #ChipOut? Sibonise uze ube nethuba lokuWINA I-R5 000 ngo-Simba!
Yilantshi kwakhona. Isonka sakho sakwaSasko silafulafu kamnandi, kodwa isendwitshi yakho idinga nje laa nto i-ekstra. Kutheni ungayifaki incasa eginyis’ ingwiqi ngeetshipsi zakwaSimba ezikramkram? Kodwa uza kuzifaka phi? Ecaleni okanye ngaphakathi?
Sibonise indlela ofaka ngayo i-roarrr kwisendwitshi yakho uze ube nethuba lokuWINA i-R5000!
Inye nje into omawuyenze, fota le sendwitshi yakho – uthi #ChipIn okanye #ChipOut – uze uye ku-www.lunchwithsimba.co.za ukuze uyingenele! Landela iiSimba Tshipsi ngolonwabo nencasa engakumbi.