Competition

Ufundo Lwencwadi

Closed on: 29 Jun 2020

UWFM 60th

Xa siluqukumbela ukhuphiswano lwethu lokubhiyozela iminyaka eyi 60 zithaphulele nawe mphula phuli kweli cham le R60 000 ngokuthi ushicilele ividiyo yakho usenza ufundo lwencwadi olugokugqiba koMhlobo Wenene FM iminyaka eyi 60 ukulamaza omoya, olu fundo lwencwadi mayibe yi - vidiyo eyimizuzwana engamashumi amathandathu (60 seconds) kwaye lube ngolwimi lwesi Xhosa.

Ukusuka ngoMvulo umhla we 22 ku June de kube ngoLwesihlanu umhla we 26 June 2020 ngentsimbi yeshumi elinesibini emini emaqanda, xhoma i - video yakho kwi Twitter page yoMhlobo Wenene FM ukuze ukhuphisane nabanye. Ii - video ezintathu ezithandwe kakhulu zizakufumana isixa semali ngokulandelelana kwazo. Ungayishiyi i # ethi #Unomathotholowakho#UWFM60

Unomhlobo Mhlobo 88 – 106 fm

Kukho imimiselo nemiqathango

All Competitions

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...

ADVERTISEMENT

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...
Complementary Content
CLOSE

Your Name:*

Your Email:*

Your Message:*

Enter Captcha:*