Competition

Standard Bank

Closed on: 19 Oct 2020

Funeral Cover

Phumelela ukufikelela kwi  R10 000 yonke imihla ku Umhlobo Wenene FM nge Standard Bank Flexible Funeral Plan. Sakuthi sikunika iibhokisi ezingamashuni amabini ongazikhethela kuzo. Uzakuzikhethela ukuba ufuna ukukhetha okanye ufuna ukutshintsha ibhokisi , konke oko kusekelelwa kwimali ezakube ikwibhosi ngaphakathi. Xa ngaba wonelisekile yimali ekulobhokisi khetha u “CHOOSE”/KHETHAxa ungonelisekanga  khetha u CHANGE. sizakuyeka ukhethe enye ibhokisi . ulumke kuba unemizuzwana nje engamashumi amane ukuze ukhethe. Ulumke ke kuba unemizuzwana nje engamashumi amane kuphela ukuze ukhatha. Ibhaso lakho lakuphindwa kabini xa ngaba uye wafumana ikow`ti engena mbophelelo ye Standard Bank Flexible Funeral Plan. Ukungenela ucele ne kowuti , SMS (a) igama lakho, SMS( a) igama lakho negama u ‘PROTECT’ ku 45858 NGOKU. I SMS yi R1,50 kukho imiqathango.

I SBIB ngumboneleli weenkonzo zezimali ogunyazisiweyo FSP 224 ebhaliswe ngaphantsi kwe Liberty Group Limited.

All Competitions

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...

ADVERTISEMENT

Web Content Viewer (JSR 286)

Actions
Loading...
Complementary Content
CLOSE

Your Name:*

Your Email:*

Your Message:*

Enter Captcha:*